Word of the King Jesus Christ Ministries

Word of the King Jesus Christ Ministries Word of the King Jesus Christ Ministries INTL was founded on the 4th of Septembmen

05/03/2026
29/03/2025

God bless you and your family

22/03/2024
It's can only be God alone
06/08/2023

It's can only be God alone

U are invited
13/09/2022

U are invited

Engcobo bhekileni
05/09/2022

Engcobo bhekileni

Imvuselelo isaqhuba kugubevu ungaphoswa iveki yonke
13/07/2022

Imvuselelo isaqhuba kugubevu ungaphoswa iveki yonke

07/07/2022

UMNTU UZALWA NJANI NGOKUTSHA - NIKODIMA WABUZA LOMBUZO UMNYE ???

Uyohane chapter 3
3 Waphendula uYesu wathi kuye, Inene, inene, ndithi kuwe, Ukuba akathanga umntu azalwe ngokutsha, akanakububona ubukumkani bukaThixo.

4 Uthi uNikodemo kuye, Angathini na umntu ukuzalwa emdala? Angaba nako yini na ukungena okwesibini esizalweni sonina azalwe?

5 Waphendula uYesu wathi, Inene, inene, ndithi kuwe, Ukuba umntu akathanga azalwe "ngamanzi" "nangoMoya", akanakungena ebukumkanini bukaThixo.

UYESU UWISELA ABAFUNDI BAKHE UMTHETHO .
Umateyu Chapter 28 : 19-20 19 Hambani ngoko niye kuzenza abafundi zonke iintlanga, nibabhaptizela egameni loYise, loNyana, loMoya oyiNgcwele;

20 nibafundisa ukuba bazigcine zonke izinto endiniwisele umthetho ngazo. Niyabona, mna ndinani yonke imihla, kude kube sekuphelisweni kwephakade eli. Amen.

BENZA UMTHETHO ABAFUNDI.
IZenzo Chapter 2
36 Ngoko mayazi ngokuqinisekileyo yonke indlu kaSirayeli, ukuba uThixo wamenza iNkosi noKristu, kwayena lo Yesu nambethelelayo emnqamlezweni nina.

37 Ke kaloku bathe, bakukuva oko, bahlabeka entliziyweni, bathi kuPetros nakwabanye abapostile, Madoda, bazalwana, sithini na?

38 Uthe ke uPetros kubo, Guqukani nibhaptizwe nonke ngabanye egameni likaYesu Kristu, ukuze nixolelwe izono, namkele isipho soMoya oyiNgcwele.

Qaphela Khange ba Baptize egameni Loyise egameni Lonyana nase gameni Lomoya Oyingcwele Umateyu Chapter 28 :19-20 kuba lona ngumthetho.

Basebenzise IZenzo Chapter 2 verse 38 Uthe ke uPetros kubo, Guqukani nibhaptizwe nonke ngabanye egameni likaYesu Kristu, ukuze nixolelwe izono, namkele isipho soMoya oyiNgcwele.

Basebenzisa Igama Iika Yesu Krestu not Izahloko zegama lakhe ...e.g UYise Unyana Umoya Oyigcwele - UYise = Nkosi -Unyana = Yesu - Moya Oyingcwele = Krestu ... Liphelele Nkosi Yesu Krestu ....Qaphela Zange athi UYesu niba baptize "emagameni" whathi "egameni"
Amen ....So kubalulekile uBhaptizwa Kuba Sobe ubungene ubu NKumkani Bamazulu UYesu watsho ku Nicodima Amen ... Awamkeli UYe

Address

East London

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Word of the King Jesus Christ Ministries posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Place Of Worship

Send a message to Word of the King Jesus Christ Ministries:

Share