Gospel Church of Power International

Gospel Church of Power International Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Gospel Church of Power International, Religious organisation, Welkom.

17/05/2024
15/07/2020

Siyadingana
•Ungangandidigi xa usukayo,kodwa uzondibuzwa apho uya khona
-Oonyaba bakaYakobi bakhe bashiya uBenjamin xa besiya Eyiphuta,wathi uYosefa mabayomlanda,Siyadingana

11/05/2020

uYohane 11verse4,Evile ke uYesu wathi,Esi sifo asiyelele kufeni,singenxa yozuko lukaThixo ,ukuze uNyana kaThixo azukiswe ngaso

29/04/2020

Xa uThixo engajonganga apho uhleli khona hambo hlala apho ajonge khona ngoba kungezeka ukuba njengoba ulindile ulinde kwi position erongo.Intobazane eyayinethombe legazi uYesu wayengayazi indawo eyayihlala kuyo kodwa lentobazana yayiyazi indlela eya kwaYayiro yathi xa engazudlula apho ndihleli khona mandiyohlala apho azodlula khona.Xa siphuma kule Lockdown mele ukhangele i move kaThixo apho ikhoyo kuLate ngoku bazalwane...

20/04/2020

uSamson walahlekelwa zinwele namehlo kodwa uThixo wakhulisa inwele zodwa,Amen bathandekayo inkosi isithande isisikelele...
•Kukhona izinto ezikulahlekele engeke zibuye,hamba ngezi zikhona ezingabuyanga azidingeki
•Ezulwini awuzubuzwa ukuba wawuzokwenzani uba sasikunikeze izinto ezininzi uzobuzwa uba wenzani ngezi ezincinci esakunikeza zona.

01/12/2019

[Johane 3:16]Ngokuba unkulunkulu walithanda izwe kangaka,waze wanikela ngeNdodana yakhe ezelwe yodwa Ukuba yilowo nalowo okholwa yiyo angabhubhi,kodwa abe nokuphila okuphade.

05/06October2019👏👏👏Kumahebhere 10 vrs 32,Zikhumbuleni ke imihla enakhanyiselwa ngayo
29/09/2019

05/06October2019👏👏👏

Kumahebhere 10 vrs 32,Zikhumbuleni ke imihla enakhanyiselwa ngayo

31/12/2018

Umatewu-10 verse 7
Ekuhambeni kwenu ze nishumayele nisithi:'Ulawulo lukaThixo lusemnyango!8Philisani abagulayo,nivuse abafileyo,nihlambulule abaneqhenqa,nikhuphe iindimoni.Namkele ngesisa,ke ngoko yiphani ngesisa.

27/11/2018

Mark 16 verse 15

20/11/2018

Mark16 verse 15.....akhona amadla engazini

Address

Welkom

Telephone

+27603793508

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Gospel Church of Power International posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share