Free African Church in Zion of Sa

Free African Church in Zion of Sa UYehova ngumalusi wam Faith and reason

22/03/2020

Andinibulise bazalwane ngelihle igama lomfeli nomvukeli wethu...Ndinibulise ngamazwi kwincwadi zika Samuweli 2 ngesahluko sethoba ngevesi yesithathu....wathi uKumkani,akusekho namnye na wendlu kaSawule,ndimenzele inceba kaThixo? Amen

14/10/2019

KwabaseRoma 15 vs 4" Ukuze sithi ngalo unyamezelo novuselelo lwezibhalo sibe nalo unyamezelo"Amen

22/09/2019

Uba nibuyela kuYehova ngentliziyo yenu yonke,basuseni me phakathi kwenu othixo bolunye uhlanga!Samuweli chapter 7 verse 3

19/09/2019

Ndiyanivuselela ngoko, mna mbanjwa wasenkosini,ukuba nihambe ngokulufsneleyo ubizo enabizwa ngalo

12/09/2019

Yimani enkululekweni athe uKristu wanikhululela kuyo ukuze ningabuyi nibanjwe yidyokhwe yobukhoboka,Amen

10/09/2019

Uyehova ngumalusi wam

07/09/2019

MIKA 7 verse 1" Mna ke ndiya kuqwalasela kuYehova;Ndiyakulindela kuThixo wokusindiswa kwam, Amen

05/09/2019

NINA SENISINDILE KRELENI HAMBANI NINGEMI,NINGABISAJONGA NGASEMVA HLEZE NIPHENDUKE ISIMO SETYUWA

04/09/2019

Isaya 53 vs 1" Ngubani na okholiweyo ludaba kwethu,nengalo jaYehova ityhileke kubani na?

Address

10728 Glimmer Street
Vredenburg
7380

Telephone

+27784463697

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Free African Church in Zion of Sa posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share