New Jerusalem Church in Zion of S.A

New Jerusalem Church in Zion of S.A this is a church group this church is based on mtata,it was formed in the year of 1980

05/12/2019

On the 24th of December 2019 kuyiwa kugatyane kwatatuQhaziyana yinkonzo enkulu koshiywana ngotyefezo

28/10/2019
24/10/2019

Lena ipage yenziwe nguMvangeli Mr M. Sita ukwelibandla lamaNew Jerusalem kwisithili sasemthatha kwilali yaseNcise kulapho ikhaya layo likhoyo apho kothulwa imithwalo yethu khona uThixo wathoba inceba yakhe khona basinda bantu,ndifuna ukuthi kuyaphilwa kwelibandla ngentshumayelo,kuyadunyiswa,nasemoyeni sikhona uba unengxak ungeza uzomamela ngxak yakho,asithakathisi bant sinceda bant syatandazela kwabagulayo baphile uThixo ukhona klenkonzo. Injongo yalepage kukuba nawe xa ufuna ubhala ngento engaphakathi kuwe uvumelekile,simisa ntonye klenkonzo igama *likaYesu* owafa wavuka efela zono zam nawe ukuze sisindiswe bonke bakholwayo bath
Amen

Address

Ncise A/A
Umtata
5099

Telephone

0784422815

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when New Jerusalem Church in Zion of S.A posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share