Amandla Nokulunga Kukathixo Movement

Amandla Nokulunga Kukathixo Movement The mission of the movement is to unite every Christian in the house of God .

18/01/2021
16/01/2021

Unganikezeli hlala ekuthandazeni liyeza ilixa lokuphakanyiswa kwakho

23/11/2020

Mandibulise kwabangcwele gegama likaYesu kristu amen.
Ksasa nie ndicela ukuba sithethe ngokuba kunjani.ukuba ngumntu othe cwaka
Kwelixesha sikulo Ngoku kufuneka silandeli Wonke uMoya Kuba kukho loMoya wabaprofeti bobuxoki
Ulahlekisa Abantu bakuthi zimnkile imali zabo zisimnka naprofeti ndicela Ngoku sibuyele ekumameleni uMoya oyingcwele thula ulinde ngomthandazo uzothetha Linda ngomonde uzothetha ungaphithizeliswa kukusokola akuqali ngawe ukusokola nyamezela uhlale mthandazweni kuzolunga .amen

21/11/2020

Mandibulise kwabangcwele gegama likaYesu kristu amen siyabonga kuThixo ngokusivusa.

Namhlanje ndicela ukuzisa amazwi.enkuthazo Athi We need to change our focus now singabantwana beNkosi sixele amaSirayeli mhla babedliwa zinyoka uThixo wathi kuMoses enze inyoka yobhedu ukuze othe wajonga kuyo asoze zimenze nto ezisezantsi iinyoka Nathi masijongeni kulowo wanqoba ukufa ukuze lenyikityha yokufa ingasenzi nto , ngiyema apho bendisiza nalomazwi bangcwele.

15/11/2020

Mandibulise kwabangcwele gegama likaYesu kristu amen namhlanje ndicela sithethe ngokuba sukukholisa abantu ukuze wonwabe Kuba bazokujikela Kwa ababantu ubakholisayo Kuba umntu uyajika kodwa nguThixo ongajikiyo funa ukukholisa yena yedwa ukuze yena akonwabise .

14/11/2020

Mandibulise kwabangcwele gegama likaYesu kristu kotata nomama basekhaya nobhuti noosisi ngegama likaYesu kristu amen .

Ekuseni bangcwele ndifuna ukuthi kumntu wonke okhoyo Gada Abantu ohlangana nabo ngaba bayakukhulisa manihlangene okanye bayakutheza Na ukuba rhoqo nihlangana ayikho enye incoko ngaphandle kwesono ithi lonto anakhani niyachithana kodwa ukuba noncokola ngamandla kaYesu nakhane ngamazwi aphilileyo ithi lonto ngumhlobo lowo hlala kuye .

Ungaze uhlale kwindawu ube ubona ukuba uyaphela kodwa unyamezele Kuba usenzela Abantu ukuba bazothini Kuba sikumaxesha okugqibela ngako konke okwenzayo uzophendula ngako AMEN .

OBHALA LAMAZWI
PASTOR,M.T.NGXITHIMBA.

AMANDLA NOKULUNGA KUKATHIXO MOVEMENT.

13/11/2020

Masithandazeni bangcwele .
Bawo wethu osemazulwini malingcwaliswe igamalakho ubukumkani bakho mabufike intando yakho mayenziwe emhlabeni njengokuba isenziwa emazulwini siphe namhlanje isonka semihla ngemihla usixolele izono zethu njengokuba nathi sibaxolela abobasonayo thina ungasingenisi ekuhendweni usisindise enkohlakalweni ngokuba ubukumkani bobakho namandla angawakho kude kube ngunaphakade amen

13/11/2020

Mandibulise kwabangcwele gegama likaYesu kristu amen,ndithi mandinazise ngalePage AMANDLA NOKULUNGA KUKATHIXO MOVEMENT.thina siyiMovement eshumayela uYesu APHA kufacebook nakuWhatsapp akukho okunye bangcwele .ungazibandakanya Nathi APHA okanye kuWhatsapp Kanti nalapha kufacebook groups kunye nalapha kulePage.

Address

Uitenhage

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Amandla Nokulunga Kukathixo Movement posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share