CCAC in Zion

CCAC in Zion CCAC in Zion Uitenhage branch

09/03/2022

β€οΈπŸ’―πŸ™

15/02/2022

Lale ngo Xolo Khomazi πŸ™πŸ™. Umvumi we Amen πŸ™

It is with great sadness to announce ukushiywa kwethu ngu Choir Master and member Mr S Boyce πŸ™. Ulale ngoxolo Christian ...
15/02/2022

It is with great sadness to announce ukushiywa kwethu ngu Choir Master and member Mr S Boyce πŸ™. Ulale ngoxolo Christian indawo yakho ezintlizweni zethu iyawhlala ikho

09/02/2022

Matthews 5vs1: "uThixo wenyuka iNtaba, Waza akuhlala phantsi beza kuye abafundi bakhe wawuvula umlomo wakhe wabafundisa"

Kune zinto bangcwele iNkosi efuna ukuzithetha nathi kodwa ingxaki yile Yokba ukuze simuve & siliphula-phule kakuhle kufuneka sizifunele Inkosi Ibengu msindisi wethu, sihlale phantsi ukuze silive ❀️❀️

18/01/2022

Good morning maChristian amahlle ❀️.

An official opening of Sunday service for 2022 bazalwane this upcoming Sunday:

Venue: 06 Kobese Street
Khayelitsha β›ͺ
Time : 11: 00πŸ•°οΈ

Indlela inde kwaye iyahlaba. Masendlaleni indumiso phezu kwala meva ukuze inkosi ikhonzeke kahle ❀️.

Everyone is welcomed in the house of the Lordβ›ͺ.

22/11/2021

Alitshintshi Izwi lakho β™₯οΈπŸ™

05/08/2021

Siyani Bingelela bangcwele πŸ™.

It's with a great pleasure ukuthi ndazise ukuthi Sunday service with resume as from 8th of August strictly under level 3 regulations πŸ™.

Be safe, wear mask and sanitize β™₯️β™₯️

Mr & Mrs Pres Stokwe β™₯️β™₯️. CCAC in Zion
26/07/2021

Mr & Mrs Pres Stokwe β™₯️β™₯️. CCAC in Zion

06/07/2021

Thixo Mgcini Wabantu Bonke Uzuyikhombe Indlela Yamuh Thixo β€οΈπŸ™

21/06/2021

For more vids inbox and like our page CCAC in Zion ❀️❀️

07/06/2021

Amen ma-Christian hope the all mighty lord was with us through out the whole day ❀️...

Xa sizo lala bangcwele sive ukba Inkosi ithini.

iindumiso 139 vs 7: Ndinga hambela phi Nah ukumka emoyeni wakho? Ndinga hambela phi Na ukumka ebusweni bakho.

This even bangcwele ndiyaz ukuba we facing different kinds of problems kodwa bangcwele eyethu Inkosi ihlala ihleli Nathi isilondoloza. Ezincwadini zika Davide ithi "abo bakholosa ngase bayoku Londolozwa". Eyethu Inkosi yinkosi ekwazi ukuzimamela izikhungo zethu and isiphumelise. Kulapho uDavide kumhobe wakhe esithi apho Nkosi ndikho, nawe ukhona Nkosi yam. In every situation the Lord is there and watching us. Each obstacle that comes our way, Inkosi has intlelo ngathi. Linda mzalwane uthandaze β€οΈπŸ™

Address

Uitenhage
6242

Telephone

+27746500403

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when CCAC in Zion posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share