Mziyanda Ngxithimba Ministries

Mziyanda Ngxithimba Ministries Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Mziyanda Ngxithimba Ministries, Religious organisation, Uitenhage.

17/09/2022

Kubalulekile ukuba uzihlanganise nabantu abanegalelo ebomini bakho ,nokuba uyabuza kanjalo ndithetha ngabantu abantu abakukhulisayo kwimpilo yasenyameni ubengumntu onengqondo yokwenza izinto njengomntu okhulileyo,kwimpilo yokukholwa ,ungavumi uhlala nabantu abakuthezayo .

12/09/2022

Mandibamnkele bonke abantu abathe bayamnkela invite yalePage enkosini bangcwele ndiyanamnkela nonke.

03/09/2022

Ndiyabulisa kuye wonke umntu ngegama likaYesu kristu , umhle uYesu ndibulela kakhulu kuba endinike elinye ithuba lokuba ndivuke namhlanje kumele ndilisebenzise elithuba ngendlela elungileyo nengcwele .

Address

Uitenhage

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Mziyanda Ngxithimba Ministries posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share