UPCSA G.G Ndzotyana Memorial Congregation

UPCSA G.G Ndzotyana Memorial Congregation Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from UPCSA G.G Ndzotyana Memorial Congregation, Religious organisation, 113 Bassie, Stellenbosch.

04/04/2026

02/04/2026
Inkonzo zethu ze Pasika zisaqhuba, yiza uzokukhonza nathi yonke leveki. 02-04-2026 @ 20:00Inkonzo yamatyala iyaqala ngo ...
01/04/2026

Inkonzo zethu ze Pasika zisaqhuba, yiza uzokukhonza nathi yonke leveki.

02-04-2026 @ 20:00

Inkonzo yamatyala iyaqala ngo 8pm emva kwenkonzo siyaqinisekisa ufika uphephile apho uhlala khona.

03-04-2026

Inkcukacha nazo kwi post, yiza wena uzobona ukuba abashumayeli bame njani, kodwa endikuthembisa kona soze ugoduke imeko yakho isafana uThixo uzobe ethetha.

Yiza uzokukhonza nathi kulenkonzo yamahlamvu, uve uThixo ethetha.
27/03/2026

Yiza uzokukhonza nathi kulenkonzo yamahlamvu, uve uThixo ethetha.

Yizani nonke zizokumdumisa
25/01/2026

Yizani nonke zizokumdumisa

16/11/2025Robing ServiceFOY
18/11/2025

16/11/2025

Robing Service

FOY

23 March 2025Inkonzo yokubonisa ngesipho nomnikelo wongasekhoyo u Elder N.A Mini.
24/03/2025

23 March 2025

Inkonzo yokubonisa ngesipho nomnikelo wongasekhoyo u Elder N.A Mini.

16/06/2024

INKONZO YOXHOMO BHATYI KA ELDER MINI

Address

113 Bassie
Stellenbosch
CAPETOWN

Telephone

+27761505256

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when UPCSA G.G Ndzotyana Memorial Congregation posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share