Imvuselelo Arts Development IAD

Imvuselelo Arts Development IAD Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Imvuselelo Arts Development IAD, Religious organisation, Bassie Street, Stellenbosch.

UMBEXESHI 7600
17/09/2025

UMBEXESHI 7600

18/01/2025
22/10/2024

SINGLE NO RETURN🫡

Asibonge kumntu wonke special thank kubaphathi balechoir kunye nabalandeli bethu sibamba ngazo zozbini
30/09/2024

Asibonge kumntu wonke special thank kubaphathi balechoir kunye nabalandeli bethu sibamba ngazo zozbini

15/05/2024
Molweni bazalwane ngomso yilomini its our first home show sobe sisondlala amahlamvu🌿 sicela inxaso yenu bazalwane🙏Kekalo...
23/03/2024

Molweni bazalwane ngomso yilomini its our first home show sobe sisondlala amahlamvu🌿 sicela inxaso yenu bazalwane🙏

Kekaloku, bakubon’ukuba balikhulule ithole le Esile, bathi abaninilo kubo, nilikhululelani nah ithole? Bathi bona “liyafuneka enkosini”
📖Luka 19 vs33&34

Masihlanganeni eKayamandi taxi rank hall ke bazalwane

’abagulayo🙌🏻
🤍💙

Ma Blue Sky and supporters 💙🤍🔥💯Siyabulela kakhulu ngentsebenziswano nange support enithe nayinika thina kunye ne Family ...
05/02/2024

Ma Blue Sky and supporters 💙🤍🔥💯

Siyabulela kakhulu ngentsebenziswano nange support enithe nayinika thina kunye ne Family yakwa Bululu after sithe sehlelwa sesisehlo.

Sibonga asiphezi kwi choirs ebezikhona to support us abefundisi kunye nee former members ze Mvuselelo Arts Development ebezizile to support us. We can not mention you nonke ngamagama kodwa okubalulekuleyo uThixo unijingile uzonivuza ngokwakhe ❤️❤️.

UMsebenzi ubumhle siyabulela Nangamso rest in Peace NOMAKHANDLELA ❤️🕊🕊🕊

NYakomtsha kuni nonke 💙🤍Siyathemba ningene kakhle kunyaka omtsha. Elinye lelungu lethu u Avela Bululu uthe wasutywa kuku...
01/02/2024

NYakomtsha kuni nonke 💙🤍

Siyathemba ningene kakhle kunyaka omtsha. Elinye lelungu lethu u Avela Bululu uthe wasutywa kukufa last year nge 27 Ka December 2023 waze wafihlwa ngomhla we 17 ka January 2024 ,kusothusile kakhulu ukushiywa kwethu lelinye lamalungu wethu engakhange abikwe nahlaba.

Siyile choir ke sinenkonzo yakhe yesikhumbuzo (memorial service ) nge 4 ka February 2024 eKayamandi community hall ngase Makupula High School . Uyamenywa ubekhona naye uyoxhasa ichoir ingakumbi usapho lakwa Bululu.

Siyabulela kakhulu 😭💙🤍

REST IN PEACE NOMAKHANDLELA 🕊

20/09/2023

Siza kuwe Jesu Christ(u) siza sithandaza wena,Thixo Nkosi yenyaniso🙌🕯️🧎

🤍
💙🤍
'abagulayo 🙏

Happy Thursday Fam 🕯️🙏  💙🤍 'abagulayo 🙌😊 'enyanini 💃🕺
14/09/2023

Happy Thursday Fam 🕯️🙏

💙🤍
'abagulayo 🙌😊
'enyanini 💃🕺

Address

Bassie Street
Stellenbosch
7600

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Imvuselelo Arts Development IAD posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share