Body of Christ Unit Movement

Body of Christ Unit Movement Its a movement that preach the good news of Jesus Christ and unite the body of christ

12/10/2021
30/06/2021

Bangcwele yomelelani eNkosi
Ndiyaphinda ndithi yomelelani ngoba kuseza ixesha elinzima kakhulu kubo bonke abeNkosi uYesu,kodwa noba kunjalo kusilungelo oko ngenxa yalowo wasihluphekela
zizinto zexeshana,zonke zizodlula n thina silindiwe ekhaya

Bangcwele mandibulisa ngegama leNkosi uJesuNasi imemezole sokukhala or ukuzisondeza kuNkulunkulu ngomhlandazo,ucela lent...
20/05/2021

Bangcwele mandibulisa ngegama leNkosi uJesu
Nasi imemezole sokukhala or ukuzisondeza kuNkulunkulu ngomhlandazo,ucela lento ufuna akuncede kuyo uThixo

God bless you, friends n your family,usaplan(a) ungena nathi kulomthandazo

Masityeni nalizwi ey Nkos yam,kulencwadi yabaGwebi chapter 6
22/03/2021

Masityeni nalizwi ey Nkos yam,kulencwadi yabaGwebi chapter 6

Address

Saldanha

Telephone

+27730706916

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Body of Christ Unit Movement posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share