God's Love Church in Zion f SA

God's Love Church in Zion f SA Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from God's Love Church in Zion f SA, Religious organisation, Nelson Mandela Str, Queenstown.

24/02/2016

Ukuba kunokwenzeka masibe noxolo kubo nonke.Phuthumani uxolo bazalwana.Sitate kulandawo ithi sibaxolele abasonayo njengokuba nawe usixolel izono zethu

24/02/2016

Eyi ma Gods ingathi imfiliba lendlela eya epasikeni.Udathana ufun undivimb amathuba okuya.Cel imthandazo ndizibone sendilapo ngegama lenkosi yetu uYesu kristu Amen.Molweni maGods

16/02/2016

Hai maan kwenzeka ntoni.Ipost zabantu azingebi

13/01/2016

God'sLove is a Apostolic church in Zion of SA.We start from 1986 at Theunnesiun.The founder is Mr M.Tabata at Queenstown at small Village of Mybride.Now we hve seven branches like -Queenstown-KingWilliamStown-Virginia-Welkom-Simo-Cala.

26/11/2015

Wenjenje ke uThixo ukulithanda kwakhe ihlabati.Klk namhlanje sizalelwe inkosi umsindisi wetu.Lixesha lokuba silungise amalweyile,yhe maan uzungayiphathi ipumpers kuba klk uHerode uzungulana nokubulala umntwana ngk nehambo yethu iyakubande ukuze silufihle usana.Ipumpers ke iyakugqabhuke ndleni.Kba namhlanje sizalelwe esitalini samahashe.Amen bazali bam.Molweni ngelixesha lwemvakwemini

25/11/2015

Igama lenkosi malibongwe ndinibulisile maGod'sLove amhle ndicela ke ndikhumbuze oku malunga nelungu elingabonakaliyo enkonzweni inyanga zide zibe ntathu.Klk yazini uba awubonakali awunareport awukhuphi ntsebenzo zenkonzo.Uyacinywa kwingcwadi zenkonzo.Amen salani kakuhle

26/10/2015

Ndivuka ndibukhathazeka xa ndithi ndakukhangela ndibone ukuba lenkonzo ndingazanga ndadlala ngayo mna abanyabantu badlala ngayo.Yhinina kupina apho ndisuka nayo xa ngoku ingati ziyachithwachithwa izimvu phakati kwayo.Kungene ugonyamelo omnye nomnye wenze yakhe umzuzwane pinde athi shwaka niyisaphi lenkonzo maGods konakelephi xa kunje yhinina uba nimvumele usatana anisebenzise.Kulungile makuqhutywe ndicel ubambikhuba

07/09/2015

Make ndiphinde ndikhumbuze ngoluhambo sizakulitata kulenyanga sikuyo.Ma God's lenkonzo yeyethu siyinikiwe ngutat uThixo okokuba masimkhonze simdumise kuyo wasinika ke nesithunywa sayo okokuba simne sizothathi mithwalo yetu.Masiyeni ke eKapa siyothwalisana imithwalo nabo ukuze ibelula ukufunqulwa nguMathambekeni.Masimcel utat uThixo asipa mandla okufikelela ngelenkosi igama Amen

23/08/2015

MaGods kuyahanjwa akukho nyanga iphakati ziveki qha eziseleyo.Masizilungiseleleni kukude eKapa.Molweni ke zintanda zomzi wosindiso ngegama lomfeli nomvukeli wetu onguYesu krestu Amen.

13/08/2015

Make si improve maan neunirform ike ifane sibenesihlangu esifanayo sithengwe ndawoninye otata bake babe newhite trouser pantsi kwezamba izinto mazifane nengubo iminqwazi ysebusika.Nezitrucksuit mazivele kakuhle ingabingulowo wenze yakhe.Xa enye isekete ingekho mayibhalelwe ngotshinto lwezinto nangezinto ezintsha ezifikayo.Ngaske ubone sele kunxityiwe xa ubuza uske uphoxwe kuthwe hi klk wawungekho.Masezeni into enye.

13/08/2015

Mna kulenkomfa ukuba isicelo sam siyavakala bendifuna ke sibe nemidlalo eyenziwa yichoir ngepasika.Umdlalo onje ngomculo neziketshi ntoleyo ayakwenza uba ulutsha lukhutalele ukuhamba.Ze sibeneR150 sekete nganye zelomali iwinwe liqela eliwinileyo.Leyo yindlela yokwenza imali yengxowa yesekete

13/08/2015

Lenyanga yinyanga endizalwa ngayo ngomhla wesibhozo yaphinda yaba yinyanga yomama ngomhl wesithoba.Lonto ithethu kuba sibe sesilungile ukuya kwinkonzo yetu yenkomfa ngomhla we25Sept.Masiyeni bakhonzi masizameni ukuba sivuyise umzwana wetu.Kuba mininzi imiba esiyoyilungisa sizezisekethe zisixhenxe enkosi bazalwana Amen

Address

Nelson Mandela Str
Queenstown

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when God's Love Church in Zion f SA posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share