08/06/2026
Ngovuyo olukhulu, umhlangano we Ntliziyo eNgcwele ka Yesu yamkele kwakhona Ms. Nomphelo Mtshamba kule Cawa.
Sibulela uThixo ngokubuya kwakhe kwaye siyathandaza ukuba iNtliziyo eNgcwele kaYesu iqhubeke imkhokela, imomeleze kwaye imsikelele kuhambo lwakhe lokholo.
Wamkelekile kwakhona kusapho lweSacred Heart Sodality, Nksz. Nomphelo Mtshamba. ❤️🙏