Angels of God Gospel Group

Angels of God Gospel Group Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Angels of God Gospel Group, Religious organisation, 56 Reginah Mfula Street walmer location, Port Elizabeth.

08/02/2023

Molweni bethuna kulonyaka umtsha siyabulisa sizi Angels of God asinilahlanga sisekhona sisalungisa umsebenzi wonyaka omtsha sizobuya soon kwi promotions๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒ๐Ÿ”ฅ๐Ÿ”ฅ๐Ÿ”ฅ

Angels of God ko G west today
10/09/2022

Angels of God ko G west today

13/08/2022

Silungiselela ๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒukubuyela estage soon after besihlelwe lilifu elimnyama asinilahlanga bathandi kunye nabalandeli be Angels of God Gospel Group sakubuya sinazise indawo esizoba kuyo

Kubo bonke abathandi nabalandeli be Angels of God Gospel Group sifuna ukuthi nihlale niyazi elithuba sinqabile sipheka u...
20/05/2022

Kubo bonke abathandi nabalandeli be Angels of God Gospel Group sifuna ukuthi nihlale niyazi elithuba sinqabile sipheka umsebenzi omtsha ovutha๐Ÿ”ฅ๐Ÿ”ฅ๐Ÿ”ฅ kodwa siyathembisa asinilahlanga siyabuya soon etown ndinivile bethuna siyeza Edasi siyeza nakuni nalapha ewalmer siyeza asinilahlanga

27/04/2022
Nge 26 kafebruary sizobe siko G west sisenza esidume ngako ๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒixesha ngu 12:00 walala wasala
09/02/2022

Nge 26 kafebruary sizobe siko G west sisenza esidume ngako ๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒixesha ngu 12:00 walala wasala

Angels of God Gospel Group Ngomhla we 31st siyabuya sibulela๐Ÿ™ uthixo esigcinile sibuye sisaphelele kunintsi esiniphathel...
29/01/2022

Angels of God Gospel Group Ngomhla we 31st siyabuya sibulela๐Ÿ™ uthixo esigcinile sibuye sisaphelele kunintsi esiniphathele kona kulonyaka sabuya sinazise nge first perfomance yethu

Kule weekend sizobe siyovalelisa kubathandi nabalandeli bethu ekoneni sobonana nabo kunyaka ozayo sizobe sibonwabisa nga...
15/11/2021

Kule weekend sizobe siyovalelisa kubathandi nabalandeli bethu ekoneni sobonana nabo kunyaka ozayo sizobe sibonwabisa ngawo wonke umsebenzi esiwenze ekuqaleni konyaka ukuzoma ngoku kuzobe kulit๐Ÿ‘Œ ๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒsawnqandwa kukutshona kwelanga

06/11/2021

Enkosi bawo siyabulela siyi Angels of God Gospel Group sithathe wena thixo wethu usibeke apho uthanda khona sibulela nabazali kunye naye wonke umntu othe wanikela kwipromotion besinayo etown uthixo anisikelele siyabulela kakhulu ๐Ÿ™๐Ÿ™๐Ÿ™๐Ÿ™

19/10/2021

Kulomgqibelo sizobe senza esidume ngako Ekoneni ๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒsobe siphethe umculo wezokholo intlobo ezahlukeneyo zomdaniso kunye nomxhentso walala wasala siyaqala ngo12 emini kude kuyovalwa ๐Ÿ‘Œ๐Ÿ‘Œ๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒ

Enkosi ๐Ÿ™๐Ÿ™bawo ngamandla osipha wona ngalo lonke ixesha sinezidingo uhleli unathi njalo mana njalo thixo wethu usiphe ama...
19/10/2021

Enkosi ๐Ÿ™๐Ÿ™bawo ngamandla osipha wona ngalo lonke ixesha sinezidingo uhleli unathi njalo mana njalo thixo wethu usiphe amandla ngakumbi

Address

56 Reginah Mfula Street Walmer Location
Port Elizabeth

Telephone

+27734383800

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Angels of God Gospel Group posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share