Light House Baptist Church

Light House Baptist Church Light House Baptist Church is a bible preaching and bible believing church. And Services are Christ-

14/02/2021

Umongameli uzivulile iinkonzo ... kwaye E Light House Baptist Church sizivulile iiService zethu... siyabulela kwindwendwe ebezikhona. Siyangena kwakhona ngeCawa. Ngo 9 ukuya ngo 10 ...

28/11/2020

Amaxesha ethu okungena atshinsthile ngoku siqala ngo09:00-10:00 kusasa... uyamenya uzokuva ukuthetha kukaThixo ...

14/11/2020

Sibulela kakhulu kubantu bonke abathe basityelela kwiMvuselelo ebesinayo kuleVeki

Kwaye siyadibana ngeCawa ngo 8:00-9:00 kusasa... singavuyiswa bubukho benu enkosi

12/11/2020

Imvuselelo iyaqhuba ELight House Baptist church... singathanda ukukhonza nani ngomso ngo17:30 ... Enkosi

Imiyalezo yangecawa iyafumaneka,from Kwabefundisi bethu bonke.https://open.spotify.com/show/0yyDxSGoqVexiLlKwxPNFB?si=pE...
04/04/2020

Imiyalezo yangecawa iyafumaneka,from Kwabefundisi bethu bonke.

https://open.spotify.com/show/
0yyDxSGoqVexiLlKwxPNFB?si=pEv4jqdaSS62Z3q0VIOQ2w

Listen to XhosaResources on Spotify. Iminyalezo nezifundo ngesiXhosa

03/04/2020

Molweni sithanda ukunibulela ngoku likh(a)I page yethu.

IService zethu zisamile okwangoku. Kodwa sizoqhubeka emva kweLockdown

Enkosi

Address

9149 Rharhabe Street
Port Elizabeth
WELLSESTATE

Opening Hours

08:00 - 09:00

Telephone

+27670485263

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Light House Baptist Church posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Place Of Worship

Send a message to Light House Baptist Church:

Share