Life In Abundance revival Ministries

Life In Abundance revival Ministries Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Life In Abundance revival Ministries, Religious organisation, Ginwala Street kwadwesi extenstion, Port Elizabeth.

15/04/2022

Mama umbungendlu wasinika elesibini elifundeka ngoluhlobo
42Wathi kuYesu, Uze undikhumbule, Nkosi, xa uthe weza usebukumkanini bakho. 43UYesu wathi kuye, Inene, ndithi kuwe, Namhlanje ùya kuba nam eParadisi.•

15/04/2022

Utata Ntsika Ncityana usinika izwi lokuqala kumazwi asixhenxe siku Luka chapter 23 vs 33 amazwi afundeka ker oluhlobo bazalwane
33Bathi ke bakufika kwindawo le kuthiwa luKakayi, bambethelela emnqamlezweni khona apho, kwanabenzi bobubi abo, omnye ngasekunene, nomnye ngasekhohlo. 34Wathi ke uYesu, Bawo, baxolele; kuba abayazi into abayenzayo.

04/04/2021

Ke kaloku, kuthi ngaloo mihla kufike uYohane umbhaptizi, ememeza entlango yelakwaYuda, esithi,

2 Guqukani, kuba ubukumkani bamazulu busondele.

04/04/2021
22/03/2021
18/03/2021

Ngumntu mni na lo ululanyelwa yimimoya
Ahh siyambonga unkulunkulu ngawe brother zolani

17/03/2021

Previous Sunday Series

Dlula kwi level yokuliva iLizwi
Ufikelele kwi Level yokulibona!

Revelations 1:12

Address

Ginwala Street Kwadwesi Extenstion
Port Elizabeth
6201

Telephone

+27785717986

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Life In Abundance revival Ministries posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share