The Disciple Ministry

The Disciple Ministry The Disciple Ministry recognizes Jesus Christ as its supreme Head, and undertakes to manage its affairs according to New and Old Testament teaching,

06/02/2022

Molweni ndiyathemba nisagcinakele, nanga amazwi endiwathandayo kaYesu ewabhekisa kubafundi bakhe, "mna ndinokutya eningakwaziyo Nina".

24/01/2022

Umoya oyingcwele uthi, "uqinisekile ukuba asikuko nokufa, nabomi, nazithunywa zezulu, nazilawuli, nanto zikhoyo, nanto zizayo, naziphatha mandla, nanto ziphezulu, nanto zingaphantsi, nditsho nasiphi isidalwa, esiya kuba nako ukusahlula nothando lukaThixo olukuye uKrestu, inkosi yethu".

14/01/2022

Molweni ndiyathemba UTHIXO usanigcinile navuka niphilile, umyalezo wanamhlanje uthi. "Thandazani ningayeki ukuze ningangeni ekulingweni", onendlebe zokuva makeve into ayithathayo umoya wenyaniso in Jesus name. Amen

12/01/2022

Molweni ndiyathemba UTHIXO usanigcinile navuka niphilile umoya wenyaniso uthi: "ngenxa yolonwabo umntu aluphiwe nguThixo, utsho angabisazikhathaza ngobungakanani bobomi bakhe, masanele zezo zinto sinazo endaweni yokuzikhathaza ngokunqwenela le naleya". Onendlebe zokuva makeve into ayithathayo umoya wenyaniso in Jesus name. AmenMolweni ndiyathemba UTHIXO usanigcinile navuka niphilile umoya wenyaniso uthi: "ngenxa yolonwabo umntu aluphiwe nguThixo, utsho angabisazikhathaza ngobungakanani bobomi bakhe, masanele zezo zinto sinazo endaweni yokuzikhathaza ngokunqwenela le naleya". Onendlebe zokuva makeve into ayithathayo umoya wenyaniso in Jesus name. Amen

09/01/2022

Molweni ndiyathemba UTHIXO usanigcinile navuka niphilile, umoya wenyaniso uthi mandiyithethe ngokuphandle mawethu into yokuba: "ezindaba ndizishumayelayo aziyonto nje equlunqwe ngumntu, nam andizinikwanga mntu, futhi ndingazifundiswanga mntu ndizityhilelwe ngumoya oyingcwele". Onendlebe zokuva makeve into ayithathayo umoya wenyaniso in Jesus name. Amen

07/01/2022

Molweni ndiyathemba nivukile ngenxa yenceba kaThixo siphinde siyifumane nale imini, umoya wenyaniso uthi malunga nemvelaphi yotshaba lwakho, "ujikelwe ngabantakwenu nendlu kayihlo, bazimisela ukukwenzakalisa, uze ungaze ubathembe, nokuba bathetha kamnandi nawm". Onendlebe zokuva makeve into ayithathayo umoya wenyaniso in Jesus name. Amen

06/01/2022

Molweni ndiyathemba nivukile uThixo uvumile niyifumane nale imini yanamhlanje, umoya wenyaniso uthi "umthandazo ungumandla wokuziyaleza kuThixo" namhlanje ungayaleza Intshaba zakho ngala mazwi uthi "ndibhenela kuwe Thixo onamandla onke, wena mgwebi olilungisa, wena ujonga uphicothe ingqondo nentliziyo yomntu, wonke lomcimbi wam ndiwuxhoma kuwe, mandikubone ke ukundiphindezela kwakho kubo" onendlebe zokuva makeve into ayithathayo umoya in Jesus name. Amen

05/01/2022

Molweni, umoya wenyaniso uthi, uThixo uye angaphenduli imithandazo yezicaka zakhe zithandazela abantu bakhe abangevayo, ndimva ethetha esithi, "Wena ke uze ungabathandazeli aba bantu, ungabathetheli, ungabacengeli k*m, ungabangxengxezeli k*m, kuba andisobe ndikuphulaphule" onendlebe zokuva makeve into ayithathayo umoya in Jesus name. Amen

Kuni nonke ndithi welcome kulonyaka ka 2022, uThixo makanigcine kuwo lonyaka umtsha, sonke sizakufumana ebesimcele kona ...
31/12/2021

Kuni nonke ndithi welcome kulonyaka ka 2022, uThixo makanigcine kuwo lonyaka umtsha, sonke sizakufumana ebesimcele kona uThixo kulonyaka 2022, I see the light comes full of blessings to give each an everyone who asked the almighty in the name of Jesus. Amen

Molweni, ndiyathemba nivukile UTHIXO  usanigcinile, umyalezo wanamhlanje uthi  "ingaba ucela ntoni kuThixo namhlanje usa...
31/12/2021

Molweni, ndiyathemba nivukile UTHIXO usanigcinile, umyalezo wanamhlanje uthi "ingaba ucela ntoni kuThixo namhlanje usahlukana unyaka?" Ngentsimbi ka-11:45 pm tonight ndizakube ndithandaza till 12:00 year 2022, Are you ready to pray with me? Come in 2022 and good bye 2021. Have a blessed day, and God be with you throughout the last day of 2021. Amen

30/12/2021

Molweni zihlobo, umoya uthi: "ingcinga ezimbi zentlizyo yomntu ngamnye uThixo uyazazi, kolikholwa nongelilo ikholwa" (( 2 days left to 2022, uzoqala unyaka unjani?)) onendlebe zokuva makeve into ayithethayo umoya wenyaniso in Jesus name. Amen

30/12/2021

The spirit of God is good, always support me with wisdom in dealing with the spirit of jealousy, pride, bitterness, unforgiven, slender, lust, ignore, disobedient, judgemental, gossiping and many more... Those who have ears should listen what the spirit says in Jesus name. Amen

Address

84 New Brighton
Noupoort
5950

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when The Disciple Ministry posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share