The Zion Restoration Church in S.A

The Zion Restoration Church in S.A Libandla lama Restoration

05/03/2026
20/06/2024

27 June 2024 yinkonzo yesikhuzo kwabawo Mfundisi uMtyu eSphundu

06 July 2024 Nkonzo yeLadi kuBonxa kwamama uFlathela

14 July 2024 yinkonzo ka July eSphundu

10 August 2024 nkonzo yemvuselelo kuBonxa kwa bawo Mvangeli Ntsada

27-29 September 2024 Nkonzo ye Conference eSpundu

19/07/2023
10/05/2022

Amen bazalwana

Ngelihle igama lenkosi ndiyanibulisa, ndinazisa ngenkonzo esiyakube sinayo ngomhla we 28 May 2022 eyakuba iku Bonxa kuTabankulu.

06/01/2022

8 January 2022 yinkonzo yovulo nyaka kwelibandla lama Restoration eMount Ayliff kwindawo yase Sphundu.

11/12/2021

Wathabatha ilitye walibeka phakathi kwe Mizpah ne Shen wathi igama lalo yi Ebenezer oko ke kukuthi kude kwabalapha uThixo esinceda.

Sithetha lamazwi ke namhlanje

Venue: Bonxa

19/01/2020

Molweni bazalwana..

Ipasika yalonyaka izakuba se Mount Ayliff kumhlaba wase Sphundu

19/12/2019

Molweni kwakhona bazalwana..

Ndazisa ngenkonzo yokohlula unyaka apho sakube sibonga kugcinwa kude kubelusuku lokugqibela ku 2019 singena Ku 2020. Kwakhon kulo nkonzo kuzabe kuvulwa unyaka njengoko ubuvalwa kwiveki esisuka kuyo.

Date: 31 December 2019
Vanue: Siphundu(Mount Ayliff)

Lumanyano

12/12/2019

Sivala unyaka kulomgqibelo

Vanue: Bonxa
Date: 14 December 2018

YIZANI SIBONISANEIsaya 1 vs 18
11/11/2019

YIZANI SIBONISANE

Isaya 1 vs 18

Address

Siphundu
Mount Ayliff

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when The Zion Restoration Church in S.A posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share