Molteno Assemblies of God

Molteno Assemblies of God Jesus is Lord

27/06/2024

UThixo ufuna abantu abazakuba ngabaphilela Inkosi ngokupheleleyo abazoba ngabathandazi, not abantu abafuna uba ngabashumayeli nje kodwa..

Happy birthday to me
16/06/2024

Happy birthday to me

05/06/2024

Kozalisa Intsikelelo apho uYesu alawulayo...

07/02/2024

And the enemy thought he had me
But Jesus said, "You are mine"

07/02/2024

Jesus Christ my living hope......

21/01/2024

Nantoni na oyenzayo yenzela uba Azukiswa uYesu Krestu, ngabi ngumzalwane ophila nakanjani, nowenza noba yinton na or onxiba nakanjn, makuphuphume amandla ozuko lwakhe apho sikhoyo.. ngoba okuzelwe nguThixo kuyaleyisa ihlabathi and akwenzi okuzintlni

17/01/2024

Philela uYesu kwelilizwe linje, uzosikeleleka bomi bakho bonke

15/01/2024

Vumela Moya Oyingcwele ayibambe ayilawule intsindiso yakho, uxhomekeke kuye ngokuphelelisileyo..

14/01/2024

Lizwi linamandla liviwa bubumnyama bubaleka, siyakubongoza ngezwi lakho langa lizisa ukhanyiso..

06/01/2024

Ukubulaleka kwethu akulambathi Enkosini.........

06/01/2024

Owethu uThixo usipha nangaphezu kokucela kwethu..

Sibulela Ivangeli enamandla..

02/01/2024

Yabona kulonyaka any OPPORTUNITY evelayo sebenzise, kodwa ungamlibali uMenziwakho emihleniyakho...

Address

Themba Street
Molteno
5500

Telephone

+27727614846

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Molteno Assemblies of God posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share