Jesus Christ Ministry Movement-UNIT P

Jesus Christ Ministry Movement-UNIT P onga yena bangasindiswa bonke abantu, bafikelele ekuyazini inyaniso

https://orcd.co/a7n5ly0Molweni bazalwane Nantso link yengonga entsha Kamama. Nomajama Klaas track 1-yomelela mzalwaneTra...
21/12/2022

https://orcd.co/a7n5ly0

Molweni bazalwane
Nantso link yengonga entsha

Kamama. Nomajama Klaas

track 1-yomelela mzalwane
Track 2-wakrazulwa ngenxa yam

Inkosi inisikelele

Share this Link to your friends and family

Choose your preferred music service

Molweni ngaletsasa nibenemini emandi ezele amathamsanqa ngelihle lona igama leNKosi yethu uYesu
26/10/2019

Molweni ngaletsasa nibenemini emandi ezele amathamsanqa ngelihle lona igama leNKosi yethu uYesu

05/03/2019

Yabona, ndimi emnyango ndinkqonkqoza; ukuba ΓΊthe umntu waliva izwi lam, waluvula ucango, ndongena kuye, ndidle naye, naye adle nam.
ISITYHILELO 3:20

Kuba izinto zonke ezabhalwayo ngenxa engaphambili, zaye zibhalelwa okwethu ukufundiswa, ukuze sithi ngalo unyamezelo nov...
04/03/2019

Kuba izinto zonke ezabhalwayo ngenxa engaphambili, zaye zibhalelwa okwethu ukufundiswa, ukuze sithi ngalo unyamezelo novuselelo lwezibhalo sibe nalo ithemba.
KWABASEROMA 15:4 πŸ–πŸ–

Kuba izinto zonke ezabhalwayo ngenxa engaphambili, zaye zibhalelwa okwethu ukufundiswa, ukuze sithi ngalo unyamezelo novuselelo lwezibhalo sibe nalo ithemba.

28/02/2019

EVENING PRAYER 01 MARCH2019 JCMM 7021 UNIT P
MDANTSANE 22h00

BAZALWANE UNGAPHOZWA NGOMSO NIGHT PRAYER

UTHIXO UZOKHULULA IZINTO ZAKHO BEZIBANJIWE NGU SATHANE

IZANI WONKE UMNTU WAMKELEKILE

Umthwalo wakho wulahlele kuYehova; yena wokuzimasa; Akayi kuliyekela ilungisa lishukunyiswe naphakade.
IINDUMISO 55 ves 22

22/02/2019

Nyamekelani izinto zaphezulu, zingabi zezasemhlabeni.
KWABASEKOLOSE 3:2 πŸ–πŸ‘ŒπŸ™Œ

19/02/2019

Kuba uThixo akamthumanga uNyana wakhe ehlabathini, ukuze aligwebe ihlabathi; wamthuma ukuze ihlabathi lisindiswe ngaye. Lowo ukholwayo kuye, akagwetywa; ke lowo ungakholwayo, uselegwetyiwe, ngokuba engakholwanga kwigana loNyana okuphela kwamzeleyo uThixo.
UYOHANE 3:17‭-‬18 πŸ™ŒπŸ™Œ

15/02/2019

TEN things that changes when Jesus enters your life;
1) Your Lifestyle.πŸ”«πŸš¬πŸ»
2) Your Language .πŸ—£
3) Your Dresscode.πŸ•΅
4) Your Friends.πŸ‘¬πŸ»
5) Your Desires.
6) Your Heart.❀😑
7) Your Places of Interest.
8] Your way of treating people.
9) Your Purpose.
10) Your Passsion

10/02/2019

Yesu yinkosi uthi wena

Address

7021 UNIT P
Mdantsane
5219

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Jesus Christ Ministry Movement-UNIT P posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category