Foundation Cornerstone Church Of Christ Mission

Foundation Cornerstone Church Of Christ Mission Foundation Cornerstone Church Of Christ Mission`s Page Is Created For Everyone Who's Interested In Hearing The Word Of God.

Apha Senza Oku Kulandelayo :

> Siyathandazisana.

> Siyacebisana.

> Siyafundisana.

> Siyakhuthazana.

> Siyaqondiselana.

''Nina Anisengobasemzini, Nabaphambukeli, Ningamakhaya Kubo Abangcwele Kuba Nakhelwe Phezu Kentloko YeSiseko SabaPostile NabaProfeti, Apho UYesu Ngokwakhe Eme Njengelitye Lembobo Khona''

Efese 2 : 19.

19/10/2025
๐Ÿ“ : PHUMLANI
05/08/2025

๐Ÿ“ : PHUMLANI

๐ŸŒธ UYAMENYWA UKUBA UZOKHONZA NATHI NGALOMHLA๐ŸŒธMasihlangane kwinkonzo ekhethekileyo ye Nkonzo yoMama ngomhla we 10 Agasti n...
05/08/2025

๐ŸŒธ UYAMENYWA UKUBA UZOKHONZA NATHI NGALOMHLA๐ŸŒธ

Masihlangane kwinkonzo ekhethekileyo ye Nkonzo yoMama ngomhla we 10 Agasti ngo 10:30 AM!

๐Ÿ“– Umxholo: โ€œUNGUBANIโ€ โ€” Rute 3:9
๐ŸŽค MC: Mrs Ganathi
๐Ÿ“ Indawo: eSakhiweni [WSU/Khayelitsha/Kanana]

Olu lusuku lomama, amanina, imbokodo โ€“ kodwa wonke umntu wamkelekile ! Yiza uzokunandipha ilizwi, umthandazo, iingoma nezifundo ezakha umoya.

๐Ÿ“ฑ Qhagamshelana nathi/WhatsApp: 084 969 2431

Masizokunqula kunye โ€” Silinde wena! ๐Ÿ’™๐Ÿ™๐Ÿฝ

What an incredible weekend
22/04/2025

What an incredible weekend

๐Ÿ•Š๏ธ๐Ÿ•Š๏ธ๐Ÿ•Š๏ธ
26/01/2025

๐Ÿ•Š๏ธ๐Ÿ•Š๏ธ๐Ÿ•Š๏ธ

25/03/2021

๐Ÿ™Œ๐Ÿผ๐Ÿ™๐Ÿผ

28/07/2020

Lazaro Vuka Yini Ndiyakucela ๐Ÿ™๐Ÿ™๐Ÿ™๐Ÿ™

The funeral of Arch Founder Mr DZ Cetywayo. May his soul rest in perfect peace.
09/12/2018

The funeral of Arch Founder Mr DZ Cetywayo. May his soul rest in perfect peace.

Address

Mdantsane

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Foundation Cornerstone Church Of Christ Mission posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share