Mtriniti Ongcwele Wesley Guild and Children Ministry

Mtriniti Ongcwele Wesley Guild and  Children Ministry Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Mtriniti Ongcwele Wesley Guild and Children Ministry, Religious organisation, Ponana, KwaNobuhle.

10/01/2018
12/09/2017

".....fihla ubuso bakho ezonweni zam ucime zonke inkohlakalo zam..."

21/05/2017
01/01/2017

Happy Happy Happy New Year bazwalane bam abazintanda may the powerful God shower you with such blessings. I claim that this year all doors be open for you in Jesus name Amen.

23/12/2016

Singamlibali uThixo nakweziholide zihlobo uThixo anigcine niphephile

12/12/2016

Siphe uxolo Nkosi ngelethu ixesha

11/11/2016

"Uze uthi bakukholise ngokwenene umane ubahlisela umbethe wentsikelelo yakho"

God Bless you Bazalwane

Kulusizi ukuvakalisa ukuba umzalwane wethu uBro Polisa is no more.Rest In Peace scaka uThixo namawenu akwamkele ngobubel...
03/10/2016

Kulusizi ukuvakalisa ukuba umzalwane wethu uBro Polisa is no more.

Rest In Peace scaka uThixo namawenu akwamkele ngobubele

My Brothers and Sisters in Christ
01/08/2016

My Brothers and Sisters in Christ

My fellow Siblings from united society Mtriniti Ongcwele
10/07/2016

My fellow Siblings from united society Mtriniti Ongcwele

09/05/2016

Guikders sise St-Luks namhlanje ngu mdibaniso uyakube uqhutywa ngu Community cdevelopment kuyanxitywa

17/04/2016

Bekumnandi e Despatch if akhange uye into endinokuhlebela yona is that uphosiwe uMoya kaThixo besikunye naye enkosi bazalwane ngokuxhasa i circuite

Address

Ponana
Kwanobuhle
6242

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Mtriniti Ongcwele Wesley Guild and Children Ministry posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share