URCSA CYM Kraaifontein-Wallacedene

URCSA CYM Kraaifontein-Wallacedene The Youth for Christ and His Church
"Kuba nina naye nifudula nibubumnyama, ke ngoku nikukukhanya, niseNkosini nje; hambani ke ngokwabantwa bokukhanya"

CWM Conference photo dump"I service of Christ and His Church๐Ÿ™‡๐Ÿพโ€โ™€๏ธ๐Ÿ’’โœ๏ธ๐Ÿ›
27/07/2025

CWM Conference photo dump

"I service of Christ and His Church๐Ÿ™‡๐Ÿพโ€โ™€๏ธ๐Ÿ’’โœ๏ธ๐Ÿ›

"Bloom where you are planted"๐Ÿ“CWM Wallacedene Conference
26/07/2025

"Bloom where you are planted"
๐Ÿ“CWM Wallacedene Conference

Wathi kubo, Benindifunela ntoni na? Beningazi na ukuba ndimelwe kukuba ndibe semicimbini kaBawo?Luka 2:49โœ๏ธ๐Ÿ›
19/02/2022

Wathi kubo, Benindifunela ntoni na? Beningazi na ukuba ndimelwe kukuba ndibe semicimbini kaBawo?

Luka 2:49โœ๏ธ๐Ÿ›

22/02/2021

......Esikhokel'uYesu.
Sobehle soyise.
Zisantsulisw'iintshaba.
Kula'ule uKrestu.

Phakamani maKrestuโค

06/09/2020

.......Ekugqibeleni soba sisekhaya. Kwindlu kaBawo phezulu๐Ÿ›

16/05/2020

Thixo sikelela
Izwe lako wethu
I Afrika. Oonyana nentombi
Bezizwe zakuthi
Sibabeka Nkosi
Phambi kwakho.

We wake up and we try again. StayHome & StaySafeโค๐Ÿ›

09/05/2020

Lahlani ubuxelegu
Shiyan'inkohlakalo
Zigcineni iingubozenu. Zingabi nesingcolo. Yiveni le miyalelo; Lumkan'ingafiki Imini yeentlungu nisalele, Nisasindwa zizono...๐Ÿ›๐Ÿ›๐Ÿ™

25/04/2020

"Sikungxamele sonke,
khaya labangcwele.
Sincede Nkosi Yesu, size silamkele.
Siphula phule Thixo, Baw'onobubele.
Zungasishiyi nawe, Moya oyingcwele."

In these trying times we remain humble๐Ÿ›โค

23/08/2019

Iintliziyo zabantu Uyazivuthisa, Phemb' umlio nakweyam, Ndikuvuthele nam
๐Ÿ™โœโค

Singena ngalo ngomso kwi CYM CONFERENCE KHAYELITSHA

13/07/2019

Impinda:
Wena Yesu, wena Yesu,
Nguwe ongumncedi wam (kabini)

2. Wandithanda ndingumoni,
Wazifel' izono zam;
Nguwe ondihlawulele,
Waphelis' ityala lam.

3. Ukulunga andinako,
Unobub' umoya wam;
Thum' umoya oyiNgcwele,
Alungis' umoya wam.

๐Ÿ›

Address

Kraaifontein
7570

Opening Hours

Saturday 13:00 - 15:00
Sunday 11:00 - 13:00

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when URCSA CYM Kraaifontein-Wallacedene posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share