Give me that old time religion

Give me that old time religion Prophetic and healing

29/04/2021

God sent his word and healed them

03/04/2021

Ingweletshetshe ithi ku abraham hamba phambi kwam nam ndingu thixo nzohamba nawe apho uhamba khona waze uthixo wamnika amandla uabraham ebudaleni bakhe uthi ke uthixo masizeke mzekweni singangabazi siqine ukumkhonza wokunika amandla okulwa nento yonke eyenzekayo ebomini bakho

03/04/2021

He leadeth thee present tense that akajikajiki uhlala enjeya ngezithembiso zakhe that uzakuwapholisa amanxeba but be hold

11/08/2020

Uthixo ulungile,uligwiba ngemini yembandezelo uyabazi abazimele ngaye nokuba ukweyiphi imeko yazi uthixo ukujongile ixesha lizofika akususe kulomeko ukuyo

11/06/2020

Nazintweni zonke ezigcinwayo londoloza intliziyo yakho

03/05/2020

Hezekile 47:12 esisicatshulwa sibonisa ukuba xa umntu ethe wagula yintoni na into anozinyanga ngayo

15/02/2020

Thanks people for your likes and may God bless you all

13/02/2020

Uma unenkinga yamakidneys uhamba odokotela abakusizi likhona iyeza lesintu elizakunceda 100 percent uphile but call me ku 0665688144

18/01/2020

I invite everyone who want to help our church to assist bcz we need a key board,p a system and so on all Samaritans are welcome thank you

05/01/2020

God is in control ssshhhh be quiet there are ppl who are behind you but remember be hold he is on the way to save you 🌟

16/11/2019

Uthixo uyachwechwa ufuna umntu ozakumhlangula kwingxaki zakhe ingaba nguwe na?

26/09/2017

god is good when is on your side but when you runaway from him he is behind and watching you but he cares and always love ,guides you be blessed

Address

Gcilishe Street
King William's Town

Telephone

+27717229092

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Give me that old time religion posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share