12/03/2026
Friends, We'll get our verse on book of John 15 vs 4
Isihloko sithi umdiliya wenyaniso
It reads as follows
Mna ndingumdiliya wenyaniso umlimi wawo ngubawo, ke ukuba isebe lithe Ala velisa siqhamo, uyalincothula alisuse kodwa ukuba lithe laveza iziqhamo uyalithena lichume ngak*mbi,
Ngoko ke hlalani k*m nam ndihlale kuni njengesebelihleli emthini walo .
Tonight anga singahlala kuthixo sizinzise ingcambu zethu kuye so that azohlala kuthi nayo so that his favor and grace be upon us, so that sizovelisa iziqhamo ezingchwele
Zeziphi iziqhamo ezingcwele
1. Kungahlebi , ngabikho kwimbutho zanagxeki
2. Ngadyoli as umzalwana
3. Ungaseli
4. Ukthanda abantu njengba uzthanda
Now God needs you to stay with him so he may stay with you 🙏
In Jesus name amen 🙏