Stuart Memorial

Stuart Memorial UPCSA Stuart Memorial congregation in Keiskammahoek and surrounding areas.

The 5th APFOYW Conference Iyaqhuba inkomfa yeentombi eAuld Memorial in Mdantsane kwaye intombi zethu beziohakathi kwenan...
21/08/2026

The 5th APFOYW Conference

Iyaqhuba inkomfa yeentombi eAuld Memorial in Mdantsane kwaye intombi zethu beziohakathi kwenani labo bathe baphumelela. Sibanqwenelela inkomfa eyimpumelelo kwinto zonke abazozenza.
fans Stuart Memorial

25/07/2026
IsazisoIsaziso malunga nomngcwabo kaMama uFlora Filana n**i ngezantsi: Enkosi fans
08/07/2026

Isaziso

Isaziso malunga nomngcwabo kaMama uFlora Filana n**i ngezantsi:

Enkosi
fans

UPCSA FOY 6th Annual Convocation Nathi besimelwe kwiConvocation yabantw’abatsha ibibanjelwe eButterworth eMsobomvu. Lonk...
06/07/2026

UPCSA FOY 6th Annual Convocation

Nathi besimelwe kwiConvocation yabantw’abatsha ibibanjelwe eButterworth eMsobomvu. Lonke ulutsha lwamaRhabe amanyanayo ebedibene kulempela veki sisuka kuyo.

Bekukuhle nolwethu ukutsha beluphakathi kwabo bebekoluhambo. Siyazingca kakhulu ngani lutsha lwethu xa niphuma niyosimela ezisweni.

Ngxatsho ke!!!!

Uxhomo batyi kwaMama uFlora FilanaOomama bathathe ithuba ngomhla wangeCawa bayovela kwikhaya lakwaFilana ukuyoxhoma ibat...
06/07/2026

Uxhomo batyi kwaMama uFlora Filana

Oomama bathathe ithuba ngomhla wangeCawa bayovela kwikhaya lakwaFilana ukuyoxhoma ibatyi kamama uFilana.

Baqhube kakuhle oomama kwaye umhla womngcwabo yi11 July 2026 ekhayeni eEmnyameni.

Ibandla liyacelwa ligcine iFamily yakwaFilana emithandazweni ngakumbi ngelixesha. Enkosi

Isaziso!Kulusizi ukuvakalisa ngokushiywa kwethu nguTata uMbanyana Manyanyaka eTshixa.Utata uzakubekwa ngalomhla uchazwe ...
26/06/2026

Isaziso!

Kulusizi ukuvakalisa ngokushiywa kwethu nguTata uMbanyana Manyanyaka eTshixa.

Utata uzakubekwa ngalomhla uchazwe kulePoster ingezantsi ekhayeni eZingcuka, inkonzo izoqhutywa eTshoxa. fans

Gaca home visit by FOMAmadoda athathe ithuba ayovela kwatata uGaca namhlanje emveni kokuswelekelwa ngunyana wakhe onguKh...
24/06/2026

Gaca home visit by FOM

Amadoda athathe ithuba ayovela kwatata uGaca namhlanje emveni kokuswelekelwa ngunyana wakhe onguKhayalethu Gaca.

Umsebenzi womngcwabo wokuqhutyelwa ekhayeni ngomhla we27 June 2026.

Enkosi

Address

Keiskamahoek
5670

Telephone

+27812749027

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Stuart Memorial posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share

Category