28/10/2023
Kuthi xa kukubi ngelinye ixesha ungenanto yoyolatha kodwa wolathe uThixo, kungekho nto uthi ndiyamazi yena. Emaxesheni amaninzi asimi ngezinto esizenzelwe nguye ngoba kuyenzeka zidlule zona kungabikho nto, simiswe kukwazi yena.
Athi uYobhi "Ndiyamazi umhlawuleli wam uyaphila".