Mikayeli Church of God in SA

Mikayeli Church of God in SA Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Mikayeli Church of God in SA, Religious organisation, Phaphamani location, Grahamstown.

05/04/2026
12/01/2026

Imithandazo iyaqhubeka ke uqala ngomso(ngolwesibini)uyoma ngolwesihlanu maMikayeli

05/01/2026

Molwenii kulonyaka umtsha bethuna

Sinomphanga maMikayeli iyaqala imithandazo ngomso kudityanwa kaBawo Founder

24/11/2025

Molwen maMikayeli oku kukwazisa ukba ngomc nguMthandazo eTransit kwaMama Bishop Hawulana enkoc

ithi incwadii kaYobhi "bayaphunyuzwa abaphelelwe ngamandla"
28/10/2025

ithi incwadii kaYobhi "bayaphunyuzwa abaphelelwe ngamandla"

28/10/2025

molweni kungena umthandazo ngolwesine kaBawo Bishop Hawulana eTransit🙏

26/10/2025

Moya oyingcwelle usisindise🫂

19/08/2025

Asithandazeli ukuba singahlelwa zizinto asithandazeli ukuba singabuva ubunzima asithandazeli ukuba singahletywa kumele zonke ezizinto zenzeke ngoba noyesu wema kubuhlungu kodwa wema😍😍 indlela yokholo ayikho Lula kodwa iyahambeka ithi ncwadi endiyicingayo Musa ukuxhalaba ngemini yangomso uthi uzotyanton uzonxiba nton uthi fanani nentaka zasendle zona azilambi azigodoli kodwa uYehova wasemazulwini uyazinakekela🩵💙sikhonza uThixo ophilayo yaye unguThixo westhembiso akalilibali idinga kulemeko ujongene nayo uzodlula yeyexeshana ayidalelwanga wena siskali nje osibekelweyo zisezojika izinto🤞🙏🙏 molwenii

12/08/2025

siyafumaneka nakuTiktok ke bethuna❤️🥹

03/08/2025

After ufumane lento ubuyi thandazela ,thandaza futhi for bulumko boyigcina ❤️

17/07/2025

Molweni icawa ingena u10 ngecawa ePolar park

Address

Phaphamani Location
Grahamstown

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Mikayeli Church of God in SA posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share