Kanana Apostolic Church in Zion of SA Youth

Kanana Apostolic Church in Zion of SA Youth Church

Waphendula ke yena wathi, Kubhaliwe kwathiwa, Akaphili ngasonka sodwa umntu, uphila ngamazwi onke aphuma emlonyeni kaThi...
26/06/2022

Waphendula ke yena wathi, Kubhaliwe kwathiwa, Akaphili ngasonka sodwa umntu, uphila ngamazwi onke aphuma emlonyeni kaThixo.
UMATEYU 4:4 XHO75

Nawe ungaphila lilizwi lika Thixo,

Waphendula ke yena wathi, Kubhaliwe kwathiwa, Akaphili ngasonka sodwa umntu, uphila ngamazwi onke aphuma emlonyeni kaThixo.

Ipasika ka 2022 was meant for reunion. It was 👌🔥🔥🔥 Makanana uThixo anisikele..........
17/04/2022

Ipasika ka 2022 was meant for reunion. It was 👌🔥🔥🔥 Makanana uThixo anisikele..........

06/03/2022

UNahomi wamthabatha umntwana lowo, wambeka esifubeni sakhe, waba ngumondli wakhe.
URUTE 4:16 XHO75

UNahomi uswelekelwe ngonyana bakhe bamtshiya engenaye umzukulwane, kodwa ngengxa yethemba nothando lukamolokazana wakhe kuye uRute jonga ngoku nanku umzukulwane wakhe embeke esifubeni

"nawe kulondawo ukuyo bambelela ungamncami uThixo iyeza imini yokukhululwa kwakho" AMEN!!!!! 🙌🙌🙏

Kuba umvuzo wesono kukufa; ke sona isibabalo sikaThixo bubomi obungunaphakade, kuKristu Yesu iNkosi yethu.KWABASEROMA 6:...
07/01/2022

Kuba umvuzo wesono kukufa; ke sona isibabalo sikaThixo bubomi obungunaphakade, kuKristu Yesu iNkosi yethu.
KWABASEROMA 6:23 XHO75

Kuba umvuzo wesono kukufa; ke sona isibabalo sikaThixo bubomi obungunaphakade, kuKristu Yesu iNkosi yethu.

08/05/2021

Uthixo uyinto yonke kuthi, thula moya wam ulalele thixo ezinye izinto azizukwenze lanto thixo yedwa uncedi yentliziyo zethu

30/01/2021
02/04/2019

Kuqhityiwe awu watso uYesu madoda becinga ukuba bona baqhibile ngaye kanti yena uqhibile ngabangcikivi

26/12/2018

We are wishing all children of God a happy festive in the name of Jesus Christ amen.

01/01/2016

Yabonani, ndiya kwenza into entsha, intshule ngoku; aniyi kuyazi na? Inene, ndiya kwenza indlela entlango, nemilambo enkangala. What is impossible to a man it is possible to God.

Wathi uk*mkani k*m, Kungani na ukuba ubuso bakho bube nje, ukuba bubi, ungafi nje? Le nto bububi bentliziyo, asinto yimb...
24/10/2015

Wathi uk*mkani k*m, Kungani na ukuba ubuso bakho bube nje, ukuba bubi, ungafi nje? Le nto bububi bentliziyo, asinto yimbi. Nehemiah 2 ves 2

Wathi uk*mkani k*m, Kungani na ukuba ubuso bakho bube nje, ukuba bubi, ungafi nje? Le nto bububi bentliziyo, asinto yimbi.

20/09/2015

God will never change, in good times and bad times is still the same.

02/05/2014

Plz postani amazwi atyhiliweyo nge Sundays each and every Sunday. We haven't decide about (iSinoti) yet so any ideas.

Address

332 Matrose Street
George
6530

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Kanana Apostolic Church in Zion of SA Youth posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share