The Christian Catholic Apostolic Church in Zion of SA

The Christian Catholic Apostolic Church in Zion of SA This church was formed in 1896 in America by Dr John Alexander Dowie and who was the first Apostle of CCAC in zion .it was formed in 1900 in South Africa ,

13/04/2026

Amen Bazalwane

Please contact President A Mrwetyana
TIE..... R90
BLAZER... R600
BADGE OR SPELETI... R70

Ziyafumaneka ungaphoswa

06/04/2026

Amen

Izasizo ze Nkonzo 2026

June 16....Durban Friday 19

July.......Bizana

September.... Matatiele

06/04/2026

AMEN BAZALWANE... Message from Archbishop T A Bokose

Ndiza nombulelo omkhulu kuye wonke umntu ebethabathe inxaxheba kwi nkonzo ye Pasika ka 2026 ibibanjelwe Mzenge Mission

Indlela beniphume ngayo, kwaye nibukeka nibahle kucaca nje kuba uThixo uniphethe ngotando, nange nceba yakhe. Ndiyatemba nihambe kakuhle nonke ukuphindela emva emakhaya nafika nisaphephile kwaye ne families zenu nafika zisahleli kakuhle

Ndathi mandenze nje umbulelo osuka emazantsi we ntliziyo yam egameni laku ndlunkulu

AMEN

Archbishop T A Bokose

04/04/2026
04/04/2026

29 graduate will be getting their certificate

03/03/2026

INKOKHELI ZOLUTSHA NGOKWE DOLOPHU

THE CCAC YOUTH LEADERSHIP

1.Ms Vukaphi (Lusikisiki)
2.Ms Ntombentle (Flagstaff)
3.Ms Rauzela (Bizana)
4.Ms Zukulu (Dbn)
5.Ms Kuliswa (Shepston)
6.Ms Boniwe (Ntabankulu)
7.Ms Douglas (Murryasburg)
8.Ms Vena (Graffreinet)
9.Ms Luke (Gauteng)
10.Ms Maki (Witbank)
11.Ms Mqungquthu (Sterkspruit)
12.Ms November (Sterkspruit)
13.Ms Mimiki (Steeynsburg)

Here's to another year of growth, celebration, and making unforgettable memories.Happy birthday President of the Youth, ...
24/02/2026

Here's to another year of growth, celebration, and making unforgettable memories.

Happy birthday President of the Youth, Gubevu 🎁🎉🎂

11/02/2026

Amen bazalwe

Sicela kukhumbuza kuzo zonke iinkokheli zeli bandla lama CCAC IN ZION kuba iyaqalisa kuhlala inkomfa ye Nkokheli zebandla ooMongameli, Mongamelikazi, abefundisi, abefundisikazi nabavangeli nabavangelikazi

Sikwacela kuba beze nayo yonke iimisebenzi yayiceliwe kwavunyelwana ngayo kwi kota ka December 2025

Ndawo... Flagstaff (Mzenge Mission)

Date... Friday 13 February until Sunday 15

Xesha... 22H00

Address

Mpumaze/Mzenge Location Ekuphumleni Misssion Po Box 449
Flagstaff
4810

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when The Christian Catholic Apostolic Church in Zion of SA posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share