Bantu Congregational Church of Zion RSA Youth

Bantu Congregational Church of Zion RSA Youth This is a nonprofit organization that is based on christian religion. We have branches I different parts of South Africa

Youth Conference 2023
14/07/2023

Youth Conference 2023

You are invited
04/06/2022

You are invited

09/06/2020

Mqokozo ohlaza

Mandithabathe elithuba ndibulise u Arch Bishop u bawo Mlonyeni kunye no Bishop u bawo Gola, nazo zonke iinkokheli nerhamente yonke iphela. Kumazwi athi Ngokuba singamakhoboka; ke ebukhobokeni bethu akasishiyanga uThixo wethu amen.

UEzra: 9:9

Ndigunyaziswa yi komiti yolutsha ukuba ndenze lembalelwano. Nanjengoko utata u General Secretary wenkonzo u Mongameli u bawo Kodwa ebekhuphe isaziyo sokuba ikhe inkonzo inqumame ngokuvulwa kwesisigaba sika level 3 sokumiswa kwentshukumo kwizwe lonke, nanjengoko naye egunyaziswe ngu bawo u Arch Bishop no Bishop.

Lonto ke ithetha ukuba iyakuyichaphazela inkozo ye nkomfa yolutsha ebiyawa miselwe umhla wesi 7 ku July 2020.

Ngenxa yesisizathu sibona kufanelekile ukuba siyinqumamise lenkonzo ibizakubanjwa ngalomhla sendiwukhankanyile ngentla, siyakulinda ke ukuva kwabangasentla kuthi ukuba siyakuthinina ukusuka apha ze sandule ukunazisa ukuba umhla omtsha oyakuthi ubekwe ukuba imeko ziyavuma uthini na.

Ngethemba lokuba lomyalezo uyakufumana ukwamnkeleko kwibandla lonke

_Isaziso sikhutshwa_
Unobhala wolutsha
Y.Bota

Ngokugunyaziswa

A.Dyakalashe - Usihlalo

Date : 09 June 2020

29/04/2020

Enkosi Bawo u Arch Bishop wama Congregational

Sazise kanye ukuyibala imihla yethu ukuze sizuze intliziyo elumkileyo
27/11/2019

Sazise kanye ukuyibala imihla yethu ukuze sizuze intliziyo elumkileyo

Sazise kanye ukuyibala imihla yethu ukuze sizuze intliziyo e lumkileyo
27/11/2019

Sazise kanye ukuyibala imihla yethu ukuze sizuze intliziyo e lumkileyo

Yala nkosi singadeli I mfundiso yezwi lakho
24/11/2019

Yala nkosi singadeli I mfundiso yezwi lakho

18/03/2018

The 17th has finaly arrived

17/03/2018

Today The 17th of march we will be at Kids beach kwinkonzo yomlaliso come join us

Ukuba kuhle kwabazalwane bemxhelo mnye
13/02/2018

Ukuba kuhle kwabazalwane bemxhelo mnye

Address

Mdantsane
East London

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Bantu Congregational Church of Zion RSA Youth posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share