06/07/2015
Insert :9
We walked in a long distance singathethi emani endijonga uMthetheleli esaba ukundibuza nam ndiyakhala inyembezi azifuni ukuphela emehlwen'iami yhuu!! hayisuka kunini ndikhala okokoko ndafikeskolen ndikhala andiyibhalanga ne Test...ndathula ndinenhloni zok*mjonga emehlwen
Mthee : bbe uryt?
Me : noope my head
Mthee : kwenzekantoni ukhalelani?
Me : ...ndamjonga uTatam uswelekile
Mthee : yazi ndivile bandixalela ukuthi uMalume ka Moses ushonile kodwa ndangazi ukuthi bathetha ngobani
Me :Yea ngu tatami ......bbe akasekho undishiye nobani?
Mthee : shhhhhhh....ungakhali sthandwa sami ngyaxolisa boo.
Me : ndiyintandane lv
Mthee : shhhh...thula ungakhali bbe
Wandi bamba umuntu wami ixesha elide engazi ukuthi engaqala ethini nami ndaziva ukuthi lapha uthando endilutholayo lunemfudumalo ndaziva ndikhuthazeka ndiphelele uma ndinaye ndathi ndiyathetha wandivala umlomo
Mthee : hamba uyekhaya sthandwa sami uma undidinga ndicela undifonele ndizakuza
Me : thanx maluv ngizokwenzenjalo
Mthee : ndiyakuthanda vha
Me : nam ndiyakuthanda
Ndathi ndiyahamba kwakunzima emile endibukela ndihamba...eish ndiyakuleyandlu kugcwel'abantu ndafika endlini kwancono kwakungekho bantu ingu Mama no Gogo ndafika ndakhulula i uniform ndaya ku mama ndambuza ukuba unjani ndamxalela ukuthi ndisaye nkonzweni ndaphuma bendingafun nokuthi andibone ukuthi andikho ryt sahamba no chomi saya kwi practice sisahamba mandithi amehlo nasi sthandwa sami kanti akahamba lomntu..?..tshini yaz omnye umntu ebengathi ndiyidlisile lendoda kanti akukhonjalo
Me : bbe manje awukahambi nangok?
Mthee : hawu umoya wami uphansi futhi nenhliziyo yam yephukile
Me : hawu bbe ngobani?
Mthee : ndiyavuya ukubona uncuma futhi sthandwa sami oncono ngoku nam ndiyakuva ngaphakathi
Me : thanx bbe
Mthee : sendiyahamba ngoku isthandwa sami ndisibonile siryt ...sondela apha uyazi nje nawe bendingezu kwazi ukulala ndinga qabula i bbe lami
Me : mmmmmmmh nam sekuduma ikhanda ndikhumbule wena
We then kissed we ddnt care ukuth ukhona osibonayo or njani bazondixolela ndiyamthanda bbe wami