The Methodist Church of Southern Africa junior manyano

The Methodist Church of Southern Africa junior manyano NGO KRESTHU UYAZI FEZA IZZINTO

Durban 712 Rev.Nkomonde(Supt) & The First lady Mrs Nkomonde
21/02/2018

Durban 712
Rev.Nkomonde(Supt) & The First lady Mrs Nkomonde

JEHOVA UNGUMALUSI WAMI..
24/03/2017

JEHOVA UNGUMALUSI WAMI..

Durban 712  inkhonzo yomnqophiso Venue: King Zwelithini StadiumTime:7:30 (ekusen)Theme: uNkulunkulu Ofohlayo
12/01/2017

Durban 712 inkhonzo yomnqophiso
Venue: King Zwelithini Stadium
Time:7:30 (ekusen)
Theme: uNkulunkulu Ofohlayo

Durban 712 .
29/10/2016

Durban 712 .

Aphelele.Maphalala.                          From. 718 clepine circuit.
26/11/2015

Aphelele.Maphalala. From. 718 clepine circuit.

Mama President. Mandindi.  & Phiwo Makhoba & Londeka Tembe
25/11/2015

Mama President. Mandindi. & Phiwo Makhoba & Londeka Tembe

Morning.   Simile umzuzwan simele kwawena!
25/11/2015

Morning. Simile umzuzwan simele kwawena!

11/11/2015

Owokucela imvula thixo bawo wasezuliwini ubusithembisile elizwini lakho ngenxa yoNyana wako uYesu Krestu ukuba uya kuthi kubo bonke abafuna ubukumkani bakho nobulungisa bakho ubaphe zonke izinto ezifanele ukuxhasa umzimba uya kubona nkosi ukoma kwelizwe kaloku nje nokusweleka kokutya ebantwini nasezinkomeni uya bubona nobunzima esibuthweleyo siyazi ke nKosi ukuba kukusohlwaya kwakho oku thina booni sikufanele okunene okuhlwaywa ngolu hlobo ngokuba izoono zethu zininzi siya livuma ityala asilikhanyeli siyatarzisa bawo thina lusapho lwakho olungevayo siphathe ngofefe nkosi usiphe imvula efanelekileyo lize libuye liphathe ilizwe bathi abantu bakho badle ubomi ngofefe lwakho yenza onku nkosi ukuze sibe nentlalo enkonzweni yakho silidumise igama lakho ngaye uNyana wakho uYesu Kristu umkhululi wethu AMeni

25/10/2015

masimbonge othixo ngokuvuka.

Amen

15/03/2015

UNKULUNKULU. UYAKUTHANDA!.....

UMHLA WESABATHA NKOSI!..
08/03/2015

UMHLA WESABATHA NKOSI!..

07/03/2015

DoN't FORGET TO INVITE THE LORD. IN UR LIFE
[MEMA UJESU].MORN'G.

Address

Mangosuthi Highway Umlazi 4031
Durban
4066

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when The Methodist Church of Southern Africa junior manyano posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share