Icamagu Healing Apostolic Church InZion

Icamagu Healing Apostolic Church InZion Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Icamagu Healing Apostolic Church InZion, Religious organisation, Zigudu location Cofimvaba 5380, Cofimvaba.

17/08/2020

Amen ...bazalwana ngalo elixesha xa kuzakozokohluka usuku ndifikelwa ngumthandazo omncinci ukuba uhleli makhe sithobintliko sibonge ubawo 🎤ehlabela....nzulu yemfihlakaloo nzulu yesimanga ....bawo wethu osemazulwin ngwelekesheshe yesixeko sakwajuda ndithi mandi cele lomzuzu ndisondeze imithwalo yabantwana bakho ndiyazi nkosi awusoze wasilibala nangawo lo umzuzu ndiyazi usijongile somandla yehlela ngezantsi simakade sezulu nguwe wedwa nkosi owaziyo ngempazamo zethu kodwa usithembisile wathi awungekhe usishiye bawo xa siyekelelwa nguwe nkosi sophalala njengamanzi sifihle bawo usigushe k*makramncwa elihlabathi usenze nkosi silive ilizwi lakho ...bonke abakholwayo ukuba wena unguye umdali wethu mabathi Amen....🙏

16/08/2020

Xakunamhlanje ndifikelwa ngumthandazo omncinci ...bawo wethu osemazulwin Malingcwaliswe Igama Lakho .....

21/05/2020

Molwen nonke ndibaleka ngazo zozibini kubalandeli nabathandi belikhasi..ndiza nesicelo esithi wonke ubani wamnkelekile ukuba angasinika ilizwi sixoxe silihlalutye ngenjongo zokuhlala endlelen ..khumbulani olu YOHANE 15 vs 2 to 3 Nina senihlambulukile ngenzandla yelizwi endilithethileyo hlalan k*m Nam ndihlalekuni njengoko isebe lingenako ukuthwala isiqhamo lingahlalanga emdiliyeni ngunjalo Nani aninako ukuthwala isiqhamo ningek*m

19/04/2020

Ikhaya lempiliso alikhethe balalamntu sisonke sonyiselela kwimazenye amen

Address

Zigudu Location Cofimvaba 5380
Cofimvaba
109

Telephone

078 724 1140

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Icamagu Healing Apostolic Church InZion posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share