23/05/2025
Molweni Malungisa KaKristu.
Please Like the Page, Uzokondleka Emphefumlweni Ngezwi LikaThixo.
Sizokwabelana Ngezwi Not Opinions or Feelings...
Galatians Chapter 1v10 uthi, "...ndifuna ukholisa abantu na? Ukuba ndingaba ndifuna ukholisa abantu, ndingaba andingomkhonzi kaKristu." Amen.
Amen Bazalwane.
Le Chapter ithetha kakhulu about Utshintsho Oluye Kwenzeke Emntwini Once Afumane uKristu. Uthi uPawulosi Apha, Nam Bendifudula Ndilitshutshisa Ibandla LikaKristu but Ngokwamkela Kwam Indaba Ezilungileyo Ndiye Ndatshintsha.
Amaxesha Amaninzi Singumzimba KaKristu Siyoyika Uvumela Utshintsho Olwenzeka Kuthi Ngenxa Yokwamnkela Indaba Ezilungileyo. Sisafuna Ukwamnkeleka Ebantwini Noba Zi-friends Zenu, Family Members or Ukuhlala. Siyoyika Ukuba Bold, Siyoyika Ukuziveza Ukuba Asisafani Nabo Kuba Soyika Ukuba They Will Isolate Us.
Kanti Simelwe Kungathengisi NgeNyaniso Esiyamnkeleyo Kuba Sisoyika Abantu. Ewe Kona Kulindelekile Ukujikelwa Ngabantu Kwaye Kulungile Ngoba uYesu Utshilo Kubafundi Bakhe Ukuba, Ihlabathi Lizakunithiya Njengokuba Nam Landithiyayo.
So, Bangcwele Let us Stand in Our Position and Proclaim the Good News with Boldness Sikhangele Ukuba uYise Wethu Osemazulwini Akasayi Kuma Nathi Kusini Na. UThixo Uzozibonakalisa Njani Kuthi Sisahoye Kakhulu Uthandwa Ngabantu More That Ukwenza Intando Yakhe?
Namhlanje, I Challenge You to Speak what the Word of God Says You Must Speak without Fear. Inyaniso Izokukhulula, Ikhulule Nabanye Aba Uyithetha Kubo.
Amen.
Please Like and Share the Page.
May the Lord Bless you and Keep You.