The Psalm Of Leta.

The Psalm Of Leta. The transforming touch of God renews everything concerning us. We recieve a new Life in Jesus Christ.

11/08/2026

Nako ke ndiphaphatheka ukuya e Boy'stown ndiyoshumayela. Ndihamba ngenyawo zam. Gqi noZukie usisi owayekhinza emthanda uThixo qha idemon lotywala limkhuza ubom ngamandla. Ndithi kuye oyini MyZukie come back to Christ asakhumbuli impendulo yakhe. But right ndithethe naye gqi uMr Voice. On my forward direction I saw a huge white tent. I felt the Spirit of The Voice is with me. Uhamba nam loLizwi ongabonakaliyo. Athi k*m uyabona ke ungaze wenze into endingakuthumanga yona. Zaphalala ke iinyembezi k*m. Ziyazehlela andibibinikanga.

Baninzi ababiza igama lonyana bengatsho uqobo lonyana wam. Qaphelisisa. Naxa bethandaza babiza igama lonyana wam. Sibe sesingena kulentente emhlophe ke, sime APHA ngase mnyango. Andimboni but I feel His presence, ziyehla iinyembezi k*m gxi. Athi, uyabona kugcwele kangakanani APHA. Uninzi lwabo ke balahlekile. Badukiswe zinkokheli zabo endazenyulayo mna ukuba zenze intando yeZwi lam emhlabeni. Kodwa zangenwa ngumoya ka Sawule. Ndiziflathele. Kodwa abantu bam andibancamanga."do you see those three church leaders in the fore? I nodded. He said they must not lay their hands on you.

Saphuma apho sangena kwelandelayo. Nayo igcwele mfi ngamakholwa. Sifike sime ngasemnyango futhi. Apho safika Xa kuzoshunyayelwa utata wakhona akhuphe iiglass zakhe zamehlo azinxibe. Athi k*m Voice, "uyabona ke lo awakhe amandla akula pouch yezaglass. Noxa ebiza uNyana wam nje kodwa akathethi lonto. It's just a business. Ziyazehlela iinyembezi. The third and last one He took me to inkonzo yesthathu. Apho kwahluka. Sangena saya entla. Sama ngaphaya kwe pulpit. Elokuqala wathi ungaze uqhubeke ngeZwi lam ungekho uMoya wam kuwe. Ngoba nguwo ofikelela ezindlebeni zabantu bam not elakho izwi.

Uyabona aba bantu bathathu balapha? Intliziyo yam ke yaneliswa Kuba besiva ukuthetha kwam. Uze ungandiphoxi. Ndizakubanawe apho ukhoyo. I will take care of you and your family. Xa ubathandazela uze wenze kanje. The video of demonstration was there. But I couldn't see Him but I saw His demonstration. Hayi ayivakali Xa ungenazo ezikaMoya iindlebe. Ujika kwakho ke endlini uthathe la present obutinikwe e furniture shop uyowulahla emfuleni ohambayo. Unetyhefu. Tyhefu leyo eyingozi kubom bakho nobenzala yakho. Khwasu ndothuka and I prayed. Intloko yaphela Tu. Kodwa ubuso babusadumbile.

Ningabosithela nqa Xa sithi sabizwa. Futhi ayikho nanye into eyakuze isahlukanise noThixo.

11/08/2026

Episode 2
Ukuqhubeka nehambo yam noThixo ebutsheni bam. Akuzange kundikrobise ukuba ndiyabizwa nguThixo. Ndayona mhla ndayoxelela utata owayeli elder kwelabandla ndandikulo. Ndiyomxelela izimanga ezivelayo k*m. Nje ngoko kwakusenziwa. Wathi utata wena mntanam uyabizwa nguThixo. Ndaya komnye uMfundisi owayeli neighbour yam wathi "uzofa Wena" akakho umntu othetha noThixo aphile. Mdala ke uMfundisi lowo kakhulu. Ndaye ndazimeleza ngalo age yakhe ke umzali. Bazalwane respect abefundisi nonke ngoba bagcotywe nguThixo bonke but pray before uyobuza kwinyathi. Pray. Otherwise nizolimala.

Kwabatatababini ke omnye akakho othethe iindaba ezindivuyisayo ngoba nalo onguChurch Elder wam ndakrokrela ingugo ngoba pha ekhaya khulu ayikho isoprano enguMfundisi. Mako kuvela omnye umbono ndisemajukujukwini esbhakabhaka ndiyahamba ngenyawo. Abantu phaaa eMzantsi bangangobugxwangu. Baphakamisele izandla zabo phezulu banentsholo abanayo enganyamezeleyo. But mna minding my own business. Gqi umoya ovuthuzayo other gqi ngasekhohlo uya ngase East (my right hand side.) Lavakala iLizwi lisithi, "uyabona abantu basezantsi emhlabeni? Ukhe wehla ke waya kuhlala nabo uyakuba uba bile bonke. Hlala apha ubom babo buxhomekeke kuwe. Bantakwethu akabuzeki Xa efikile.

Hayi yangathi ndiyadlala ngoku ekuthandazeni. Ndayona makhe ngoku ndiziqhelanise nokuvuka ekuseni ndiyothandaza elwandle. That time it was a safest place to go to in Cape Town. Ndiya ndedwa ke. Hayi ndabonba ngathi imithandazo nguwo Lo undibizela let Voice. Makhe ndehlise isantya noko. Ekuthosthiseni kwam isantya, ndazilandwa yimpundulu. Andazi uba I've ngabani uba ndilula. Intloko yandiphatha de ndenza isivumelwano kuThixo sokuba, "ukuba lentloko ndinayo izolanda ubom bam Thixo, mandife". Ngoba ndikhathele ukudla ipilisi. On Saturday Evening Mr Voice appeared kunentloko kunjalo. Ujika ndisukayothenga ibhedi yam entsha tsha. Andikayingenisi APHA endlini. Ndinxibe ihood yam e navy me jean yam edurayo. Wathi k*m ulibele zizinto zakho nje abantu bayatshabalala.

Ndikuxelel'ba mna ndayishiya lobhedi edurayo yoyame phandle edongeni lwasekitchen kwam. Nalo present entlek bendiyinikwe e furniture shop...........to be continued.......

11/08/2026

Ubizo lwam lwangasentla.

Makhe ndenze nje amagqabantshintshi ngohambo lwam noThixo. I am the fourth child at home and God has blessed me with two kids with two grandchildren. I have four siblings and a very beautiful mother whom we call mamNgwevu. Fast forwarding ke.

Ndamamkela ke uYesu ndiselula kakhulu. Ndagquzuka kwii hurdles kuhambo lwam, kodwa azange ndiyibone enye iNkosi enobusa k*m ngaphandle koYesu endamamkelayo. Ndikhula ke ndikholelwa kakhulu ekuthandazeni. Ndikhumbula ndigulelwa nguMbalentle eselusana. Sebekekwe usuku lotyando kwisibheslele sabantwana eKapa. Wandipha amandla othandaza uYehova uMdali. Wandinceda. On a Tuesday morning she vomited. I won't give details ke ngento awayigabhayo. Unfortunately those days we used abo 3310 abangenayo Kwa camera to use for evidence. But God showed me a miracle. Range abesasikwa ke umntwana ngoba yayingasekho ityhefu emzimbeni wakhe, ngokokutsho kooGqirha.

Uhambile ke nam loThixo chuuuu ngcembe. Bekusithi ke Xa k*mele ndithandaze ezinzulwini zobusuku kuvakale ilitye eligityiselwayo phezu kwendlu. Kanye kwelagumbi ndilala kulo. Nam ke ndikhwasuke ukuya ekoyini yam endithetha noThixo. Phakathi kwayo yonke ke lento yokholwa Kwan kukho imibono endiyibonayo and if they come with a warning, kuyenzeka.

I remember ndithandaze in a dream. Ndithandazela abafana ababini beguqe ngamadolo phambi kwam. Bezizimumu ngokuzalwa. Ndaphelelwa lilizwi ndisathandaza njalo. Kwabakho a sudden voice whispering in ear saying, "Qhubeka uthandaze ndiyakuva mna." Ndaqhubeka baphila abo bafana. Bathetha. Kodwa eyona not ndiyivezayo kulombono was that emva koko, ndaqaphela ukuba ukhe ndaya enzulwini kaThixo liyaphela ilizwi lam. That was my first time hearing iZwi lenkuthazo embonweni. Azange ke kuphelele apho.... To be continued...

asked why He is mostly followed by poor people. And then I  said lemme give you a draft of Him. I then sent him this. An...
04/08/2026

asked why He is mostly followed by poor people. And then I said lemme give you a draft of Him. I then sent him this. And said it may help him know why. The scrolls say, Jesus was born around 5-4 B.C. of the Holy Spirit of the Living God and His virgin mother Mary into "a humble poor" Jewish family:. “Now the birth of Jesus Christ was as follow: - After his mother Mary was betrothed to Joseph, before they came together, she was found with child of the Holy Spirit. . . So all this was done that it might be fulfilled which was spoken by the Lord through the Prophet kwezinye ii-versions ithi "an Angel of the Lord", saying: Behold the virgin shall be with child, and bear a Son, and they shall call His name ‘Immanuel’, which is translated ‘God with us’ (Matthew 1: 18, 22-23). “And she brought forth her firstborn Son, and wrapped Him in swaddling cloths, and laid Him in a manger, because there was no room for them in the inn” (Luke 2:7; 1: 26-38). Jesus was born in a cave at Bethlehem, a small village in southern Palestine.

Esibelekweni sentombi ezihluphekelayo. Umntu onemali akasiboni isidingo sothobeka. Thats when God speaks He uses the most humbles servants. Kaloku khumbula ukuba, The relationship between Jesus as the Savior and His follower is a deep bond of rescue, trust, and "obedience". It moves past a simple teacher-student link into a personal connection where Jesus saves people from sin and calls them friends. It's a choice accept Him. And there are rules ke mntakwethu. If you can't obey them, then you know. Being a follower means listening to Jesus, loving others, and trying to live out His teachings every day.

Nam ndehla ndazithoba. Ndasibona isidingo sok*mlandela. That's when He became my Teacher. My Salvation. My Light. He sanctified me. I will forever be His servant. We can all preach the Word but Not everyone can follow and obey the rules of the Spirit, for they may belittle their standards.

24/07/2026

He delays your journey for sweet purposes.

Would you agree with me when I say, Greedy people don't question gifts. Just like fishes in the sea, they fall in a trap...
23/07/2026

Would you agree with me when I say, Greedy people don't question gifts. Just like fishes in the sea, they fall in a trap by swallowing hooks with worms. Makayive onendlebe. Athule du ongenayo.

16/04/2026

The gospel is preached to bring glory to God, to fulfill His plan of salvation, and to declare that "your God reigns". And Christ is the Way the Truth and the Life.

19/03/2026

Address

Cape Town

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when The Psalm Of Leta. posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Place Of Worship

Send a message to The Psalm Of Leta.:

Shortcuts

Share