IBhaibhile NgesiXhosa

IBhaibhile NgesiXhosa Lenjenjalo ke ilizwi leNkosi ukwanda ngamandla nokweyisa. IZenzo 19:20
(1)

KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 5:18 Ezintweni zonke bulelani; kuba oko kukuthanda kukaThixo kuKristu Yesu nga...
30/04/2025

KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 5:18 Ezintweni zonke bulelani; kuba oko kukuthanda kukaThixo kuKristu Yesu ngani. Jesus Bible Foundation

uMateyu uMateyu 6:34Ngoko musani ukuxhalela ingomso; kuba ingomso liya kuxhalela okwalo. Buyanele imini leyo ububi bayo....
29/04/2025

uMateyu uMateyu 6:34
Ngoko musani ukuxhalela ingomso; kuba ingomso liya kuxhalela okwalo. Buyanele imini leyo ububi bayo. Jesus Bible Foundation

uMateyu uMateyu 5:14 Nina nilukhanyiselo lwehlabathi; Umzi omi phezu kwentaba awunakufihlakala; Jesus Bible Foundation  ...
28/04/2025

uMateyu uMateyu 5:14 Nina nilukhanyiselo lwehlabathi; Umzi omi phezu kwentaba awunakufihlakala; Jesus Bible Foundation

Kwabase-Efese 6:10  Elokugqiba, bazalwana bam, ndithi, Yomelelani eNkosini, nasekuqineni kokomelela kwayo. Jesus Bible F...
25/04/2025

Kwabase-Efese 6:10 Elokugqiba, bazalwana bam, ndithi, Yomelelani eNkosini, nasekuqineni kokomelela kwayo. Jesus Bible Foundation

KaYohane 1 – 4:16  Thina siyalwazi, sakholwa nokusithanda kukaThixo. Uthixo Luthando; Lowo uhleli eluthandweni uhleli ku...
24/04/2025

KaYohane 1 – 4:16 Thina siyalwazi, sakholwa nokusithanda kukaThixo. Uthixo Luthando; Lowo uhleli eluthandweni uhleli kuye uThixo, noThixo uhleli kuye. Jesus Bible Foundation

uYohane uYohane 15:4 Hlalani k*m, mna ndihlale kuni. Njengokuba isebe lingenako ukuthwala isiqhamo ngokwalo, lingahlalan...
17/04/2025

uYohane uYohane 15:4
Hlalani k*m, mna ndihlale kuni. Njengokuba isebe lingenako ukuthwala isiqhamo ngokwalo, lingahlalanga emdiliyeni; aninako ukuphinda nina, ukuba anihlalanga k*m. Jesus Bible Foundation

Iindumiso 33:20 Umphefumlo wethu ulindele kuYehova; Uncedo lwethu nengweletshetshe yethu nguye. Jesus Bible Foundation  ...
16/04/2025

Iindumiso 33:20
Umphefumlo wethu ulindele kuYehova; Uncedo lwethu nengweletshetshe yethu nguye. Jesus Bible Foundation

KwabaseKorinte 1 – 15:10 Ke ngobabalo lukaThixo ndiyinto endiyiyo, nobabalo lwakhe k*m alubanga nakulambatha; ndesuka nd...
15/04/2025

KwabaseKorinte 1 – 15:10
Ke ngobabalo lukaThixo ndiyinto endiyiyo, nobabalo lwakhe k*m alubanga nakulambatha; ndesuka ndabagqitha bonke ngokubulaleka; ingendim ke, ilubabalo lukaThixo olunam. Jesus Bible Foundation

iMizekeliso 4:23 Yinike intliziyo yakho ngako konke ukunyameka; kuba ubutyebi bobomi buphuma kuyo. Jesus Bible Foundatio...
14/04/2025

iMizekeliso 4:23
Yinike intliziyo yakho ngako konke ukunyameka; kuba ubutyebi bobomi buphuma kuyo. Jesus Bible Foundation

uMateyu uMateyu 5:14 Nina nilukhanyiselo lwehlabathi; Umzi omi phezu kwentaba awunakufihlakala; Jesus Bible Foundation  ...
13/04/2025

uMateyu uMateyu 5:14
Nina nilukhanyiselo lwehlabathi; Umzi omi phezu kwentaba awunakufihlakala; Jesus Bible Foundation

Iindumiso Iindumiso 51:12 Buyisela uvuyo losindiso lwakho; kwaye undixhase ngomoya wakho okhululekileyo. Jesus Bible Fou...
12/04/2025

Iindumiso Iindumiso 51:12
Buyisela uvuyo losindiso lwakho; kwaye undixhase ngomoya wakho okhululekileyo. Jesus Bible Foundation

uIsaya uIsaya 40:31 Ke bona abakholose ngoYehova bona amandla amatsha; baya kunyuka ngamaphiko njengexhalanga; baya kugi...
11/04/2025

uIsaya uIsaya 40:31
Ke bona abakholose ngoYehova bona amandla amatsha; baya kunyuka ngamaphiko njengexhalanga; baya kugidima, bangadinwa; baya kuhamba bangatyhafi. Jesus Bible Foundation

Address

Cape Town

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when IBhaibhile NgesiXhosa posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share