Evangelist S. Mahili Ministry

Evangelist S. Mahili Ministry I Can Preach the Really gospel

09/10/2024

Iqiniso elinye alitsho ukuthi wazi konke🀞🏼

02/09/2022

Respect iyokwenza uphumelele ebomini bakho 🀞🀞🀞🀞🀞🀞

20/06/2022

Makudede umnyama kuvele ukukhanya πŸ™ŒπŸ½πŸ™ŒπŸ½πŸ™ŒπŸ½πŸ™ŒπŸ½πŸ™ŒπŸ½πŸ™ŒπŸ½

15/10/2021

UThixo uyohlala elungile noba sekunjani Kodwa soze ajike ukulunga kwakhe tuuuuuuuuu

21/01/2021
17/11/2020

Molweni ndifuna nje ukuthi wazi oku uThixo uyakuthanda yena yedwa nd bangakuncama Abantu bade bakulahle Kodwa yena uThixo usenenjongo ngawe nd uvuya Kanye xabekulahla Abantu azosondela kuwe

Ungakahli ithemba ebomini bakho uThixo useduze kunawe hlala yomela beka ithemba kuye konke kuyenzeka kuye πŸ₯°πŸ₯°πŸ₯°πŸ₯°πŸ₯°πŸ₯°πŸ₯°πŸ”₯πŸ”₯πŸ”₯πŸ”₯Ndinithanda nonke ❀️

08/07/2020

Ndiyabulisa ndifuna ukuthi ukuba khona kwakho emhlabeni kungenxa Ka Thixo

Ungavumi ukuba uMntu akuthobe amandla kwinto oyinikeziwe ngu Thixo wakho

Address

Cape Town

Telephone

+27733428458

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Evangelist S. Mahili Ministry posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share