Kesariya Apostolic Church In Zion

Kesariya Apostolic Church In Zion Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Kesariya Apostolic Church In Zion, Religious organisation, 1115 Vrygrond Avenue, Capricorn Park, Muizenberg., Cape Town.

Enkosi Bawo ngenceba yakho ❤️
26/11/2021

Enkosi Bawo ngenceba yakho ❤️

02/12/2020

Molweni bazalwane ngomhla wesihlanu(5)kulena imileyo siyakube sinemvuselelo yokubonga uThixo esithwele kwade kwalapha,,,,, Amen sovuyiswa bubukho benu

20/09/2020

Luka 18vs40-41wema ke Uyesu wathi mayiziswe kuye, yakusondela ke wayibuza esithi 41 ufuna ukuba ndikwenzele ntoni Na?

Molweni bazalwane ndithi mandivezenje ngomhla we 07/11/2020 kuzakube kunenkonzo enkulu  niyacelwa ngobuninzi benuAmen yi...
17/09/2020

Molweni bazalwane ndithi mandivezenje ngomhla we 07/11/2020 kuzakube kunenkonzo enkulu niyacelwa ngobuninzi benuAmen yizani sibonisane ivangeli

Amazulu avumile
15/08/2020

Amazulu avumile

05/08/2020

Bazalwane ningalibali ngo mhla we 8-08-2020 sinemvuselelo sakuvuyiswa bubukho benu..Ameen

14/06/2020

Ookumkani1 22vs34 jika izandla zakho undikhuphele Ngaphandle ngokuba ndingxwelekrekile I,besilapho namhlanje,,, Ameeen kulaphobendisitya khona namhlanje nabazalwane siqekezelana

03/06/2020

Siyabonga bawo ngokusithethelela inkonzo zivuliwe MaKesariya masiyeni🙏🙏🙏🙏

UYESU UNOTHANDO
27/02/2020

UYESU UNOTHANDO

Address

1115 Vrygrond Avenue, Capricorn Park, Muizenberg.
Cape Town
7945

Telephone

0657180341

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Kesariya Apostolic Church In Zion posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share