Bodweni Circuit 1642

Bodweni Circuit 1642 Awakening Prophetic Agency & Urgency... Becoming Alternative Community ❤️⛪✝️

22/03/2026

Vukani siyeni enkonzweni!

Imini yeCawa iphinde yavela

01/03/2026

Masivukeni Makhosi(Kaizer Chiefs), sizincenge siye eCaweni... uYehova usasithanda..

Ukhonza phi namhlanje?

14/02/2026

Just in case kungabitsho otshoyo kuwe namhlanje. Happy Valentine's Day Sicaka. UThixo uyakuthanda.

❤️ ❤️

Kuthwa iintliziyo zenu zingakhathazeki. Umntu angabe eqala efunda ileta yakhe.
11/02/2026

Kuthwa iintliziyo zenu zingakhathazeki. Umntu angabe eqala efunda ileta yakhe.

Nantsi iPlug
09/02/2026

Nantsi iPlug

ULwesine loomama bomthandazo'Thandazani ningaphezi hlalani kuMoya'
29/01/2026

ULwesine loomama bomthandazo

'Thandazani ningaphezi hlalani kuMoya'

26/01/2026

'Thandazani ningaphezi, hlalani kuMoya'

Have a lovely week ahead!

Molweni marhamente 🖤 🤍 ❤️
25/01/2026

Molweni marhamente 🖤 🤍 ❤️

18/01/2026

Ukhonza okanye ukhonze phi namhlanje mrhamente omhle?

14/01/2026

404 XHB

'4. Nkosi sikelela

Bonke abaphathi
Bezikolo
Bonke abantwana
Abafundiswayo
Z'ubaxhase Bawo,
Emfundweni'

Anigcine uYehova anehlisele intsikelelo yakhe niphumelele nakulo umnyaka oqalayo kwezemfundo. Amen!

12/01/2026

C O N G R A T U L A T I O N S

C L A S S

O F

2 0 2 5 ! !

Address

KuBodweni, Flagstaff
Bodweni

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Bodweni Circuit 1642 posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share