Aliwal North asazeneni geziduko nezithethe

Aliwal North asazeneni geziduko nezithethe Incubeko kuthi maxhosa Ur welcome to aliwal north group

Injalo
20/07/2023

Injalo

Ungcelwane elikhala liyanceda kakhulu kuhlamba umzimba noku zikusela xa uzakutya kwimicimbi elali okuyo uba wonqhela udliswa usela lona before uyekhona izakulikhupha elondliso

03/09/2022

Molweni kwamzi otsundu ndiyabulisa ndigu SIBISIDE NJANA CAWU MTHWA MPONDO NQHELEKAZI THALHA NGQOQOSHE NGANGATHA YAWUZA HLAMBA'GOBUBENDE AMANZI EKHONA FAKU
ndithi bayethe we nkosi

Ungcelwane elikhala liyanceda kakhulu kuhlamba umzimba noku zikusela xa uzakutya kwimicimbi elali okuyo uba wonqhela udl...
03/03/2022

Ungcelwane elikhala liyanceda kakhulu kuhlamba umzimba noku zikusela xa uzakutya kwimicimbi elali okuyo uba wonqhela udliswa usela lona before uyekhona izakulikhupha elondliso

Sinjenje kuzidibanisa nabalele ukuthula sicela ipumelelo kunye nesikelelo camagu kuni bantu badala
04/01/2022

Sinjenje kuzidibanisa nabalele ukuthula sicela ipumelelo kunye nesikelelo camagu kuni bantu badala

Apho puma khona ealvani ikhaya lam
04/01/2022

Apho puma khona ealvani ikhaya lam

31/12/2021

Madibulise kuni nonke mzi otsundu dithi dibulela abaphantsi no qamata kudicinga kule minyaka nakulonyaka siwushiyayo

02/06/2021

Imali yasitshintsa Ubuntu bethu nevelaphi yethu necubeko yethu genxayabantu abamhlophe

02/06/2021

Ivelaphi nomntu omnyama isuka phi emntla eafrika?

21/05/2021

Address

Aliwal North
9750

Telephone

+27733470626

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Aliwal North asazeneni geziduko nezithethe posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Place Of Worship

Send a message to Aliwal North asazeneni geziduko nezithethe:

Share