Amabalana neentsomi Zikamaxhamela

Amabalana neentsomi Zikamaxhamela NdinguMgcina uXhamela ndithanda abantu andifuni koniwa NdinguMamgcina uTyhopho ndiyabathanda abantu andifuni koniwa. I love Jesus

Ndingumama umfundisi kwinkonzo yam iFather Masango's St John's Apostolic Mission.

20/07/2026
11/07/2026

Good things happen ❤️❤️

Bebebahle benjeya betshata isintu ❤️❤️❤️
11/07/2026

Bebebahle benjeya betshata isintu ❤️❤️❤️

That wedding was very nice with beautiful people iindlavini neentombi zazo. I'm not their member but I took a photo with...
11/07/2026

That wedding was very nice with beautiful people iindlavini neentombi zazo. I'm not their member but I took a photo with them. Just because of 😍

07/07/2026

That wedding was very beautiful natural and traditional ❤️❤️

07/07/2026

Ndiza kuyithini na lentsumantsumane?

07/07/2026

Kudala phaya emakhaya sasipheka umifino ngembiza yesintu phandle. Sasibasa umlilo ngeenkuni okanye amalongwe. Umgubo kwakugutywa elityeni eliqingqiweyo,lalunhiselelwa loo msebenzi

19/06/2026

I love farming I pray God give me another chance

02/06/2026

Ndisakhula kwakukho utata owayesebenza ngasekhaya. Wayehlala nonkosikazi wakhe kunye nabantwana. Isiduko sabo sassinye nesikamama. Ngoko ke wayengumalume k*m. Bemka baphindela kwakhe ukupen*shela kwakhe emsebenzini. Ndandinengubo yam eziya kwakuthiwa ziphuma. Ngoku ke umalume ebehlala ngasekhaya sasivana kakhulu nabantwana bakhe.
Ndizoqhubeka kwiicomments

02/06/2026

Where ever you go Jesus is with you

Address

Mtimde Location Box 796 Lusikisiki
Lusikisiki
4820

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Amabalana neentsomi Zikamaxhamela posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share