Apostolic Nation Church in Zion

Apostolic Nation Church in Zion Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Apostolic Nation Church in Zion, Religious organisation, Komga.

29/03/2026

Word of The week

Matthew 21 verse 12

Ngengomso indibane enkulu , eyabe ize Emthendelekweni, yava ukuba Yesu uyeza e Yerusalem , yathabatha amasebe esundu yaphuma yaya kumhlangabheza yadunduluka isithi, Hosanna Makabongwe lowo uzayo egameni le Nkosi uKumnkani ka Sirayeli

Amen

23/03/2026

Word of the week

Isaya 41 verse 10
Musa ukoyika, Kuba ndinawe mna.
Amen

09/03/2026

Word of the week

I Ndumiso 143 verse 8

Ndivise kwakusasa inceba yakho, Ngokuba ndikholose ngawe
Amen🙏🤍

22/02/2026

Word of the week

Isaya 60 verse 1

S**a ume ukhanye, Kuba kufikile ukukhanya kwako, Nobuqaqawuli buka Yehova buthe chapha kuwe

Amen

16/02/2026

Word of the week

Exodus 3 verse 7

Ndihlile ke ndizonihlangula esandleni sama Yiputa

Amen

09/02/2026

Word of the week

Mateyu 7 verse 7

Celani nophiwa, Funani no fumana , Nkqonkwozani novulelwa, , Kuba wonke umntu ocelayo uyazuza, nalowo ufunayo uyafumana ,nalowo unkqonkwozayo uyavulelwa

Amen!!

01/02/2026

Word of the week

Ndumiso 125 verse 1
Abo bakholosa ngo Ndikhoyo banjengentaba iZiyoni yona ingasoze yashukunyiswa nanini na
Kwanjengokuba intaba ziyingqongile I Jerusalem no Ndikhoyo wenjenjalo ukuba phahla abantu bakhe nangoku ,kude kube ngunaphakade

Amen🙏🏽

26/01/2026

Word of the week

Luka 21 verse 28

Ke kaloku zakubona ukuba ezi zinto ziyaqala ukuhla sukani nice niziphakamise intloko zenu ngenxa yokuba iyadondela inkululeko yenu

Amen

19/01/2026

Word of the week

Luka 11 verse 1

Kwathi ese ndawen ethile e Thandaza akupheza wathi othile kuba fundi bakhe Nkosi sifundise ukuthandaza

Amen

11/01/2026

Word of the week
1 Luka verse 21
(Uyesu usiwa endlini ka Thixo )

Akuba intsuku zisibhozo umntwana edelweiss, kungumhla wokwaluswa kwakhe, Uthiyiwe igama elingu Yesu elo wayelithiyiwe sisithunywa sezulu engekakhawulwa nokukhawulwa
Zakuba ke zifekile iintsuku zokuhlanjululwa kwabo ngokomthetho ka Moses , Joseph no Mariya benyuka naye u Yesu baya e Jerusalem ukuze bamnikele e Nkosini njengoko kubhaliwe emthethwen we Nkosi ukuthi, Makunikelwe ngesibin samahobe nokuba ngamathole amabini evikuthu.

Amen

31/12/2025

Last verse of the year!!

I Ndumiso 124 verse 7

Umphefumlo wethu usindile , njenge ntaka emgibeni wababambisi umgibe uqhawukile sasinda ke thina

Amen!!!

365/365 days

Address

Komga

Telephone

+27786414070

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Apostolic Nation Church in Zion posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share