New Kush Apostolic Church In Zion

New Kush Apostolic Church In Zion To God be the glory

Ulungile nkos akekho ongafaniswa nawe, usiphumelelilsile wena nkos usathana udanile ngb umsebenz wkho ubenempumelelo
05/12/2021

Ulungile nkos akekho ongafaniswa nawe, usiphumelelilsile wena nkos usathana udanile ngb umsebenz wkho ubenempumelelo

04/12/2021

Elibandla kule branch yase CT lazisa ngenkonzo

YOMBULELO

IZICELO

SAWBE SIKWANAO NEYOKUKHANYISA IZIBANE UKUZE KUKHANYE EBOMINI BOMNT NOMNT OZAWBE EYINXALENYE YALENKONZO.

Sawbe sithandaz a PHANTS komxholo othi WEHLUKILE AWULINGANISWA JEHOVA

Sicaphile komxholo ekbenba simbone ubawo ehambanathi kukubi kusenyukela, kuneenyikityha zokufa kodwa wasikhusela, siqaphele ke into yokokuba eneneni nokuba zikhona izinto ekehlulwanto yena ngb unjmgujehova IGama lakhe wayekho umhlaba unhmgekasekelelwa linamandla kakhulu igazi lakhe.

Ungaphoswa wena ukfuph silaph Greenpoint service iyaqala ngo10 am

Woza nawe zokhanyisa KUKHANYE EBOMINI bakho

Bless u 🙏🙏🙏🙏

30/11/2021

Ummm ilizwe lilimele kunemiphefumlo ekobangmdayo ingenatyala, abanye balinyazwe ngokumasikizi ngabnt abath bayabathanda kodwa kuko konke SKHUMBULE NKOSI

29/11/2021

Usaphela unyaka siyayaz ukba awfikelelanga apho imizamoyakho neminqweno ngokunjalo ubusithi kuyawthi kusiba leli xesha ube uphi, lonto ikhokelel ekubeni nethemba lilahleke

Kodwa besisthi silele ibandla NKOSI NSIKHUMBULE

UxoloUthandoIntloniphoElibandla yeyonanto liyijongileyo neliyifundisa ikakhulu kubantu abatsha. Lithi izwi lenkosi, Beka...
22/11/2021

Uxolo
Uthando
Intlonipho

Elibandla yeyonanto liyijongileyo neliyifundisa ikakhulu kubantu abatsha. Lithi izwi lenkosi, Beka uyihlo nonyoko ukuze yolulwe imihla ykho akunikeyona uYehova uThixo emhlabeni, intlonipho... Yena tool yokwakha umnt omtsha ikwaesona stshixo sokuvula wonke amasango wentsikelelo emntwin omtsha.

Bless you all 🙏🙏🙏

18/11/2021
Bekunzim a ngeyona ndlela namhlanje indlukabawo ilambatha kodwa ngenxa yokuba okugqibe izwelonke Lonto ikhokelel ekubenb...
14/11/2021

Bekunzim a ngeyona ndlela namhlanje indlukabawo ilambatha kodwa ngenxa yokuba okugqibe izwelonke Lonto ikhokelel ekubenba sihlangene singabant abambalwa kakhulu namhlanje kodwa yabe indlu igcwele ngumoya oyingcwele

Mongameli uWawa usiphe ilizwi losuku kwincwad Ka Matthew 5:1-3

Owona mxholo ebengawo lotata uthi, AMANDLA EKUHLALENI PHANTS AKHONA UNGENZI IZINTO UMILE OKANYE UHAMBA.

Syambonga ubawo ngomsebenz omkhulu nomhle asinikeza wona imihla namalang a, esikwathandaza ukba abo bayobeka izihlobo zabo nabo abathwale ezindleleni.. Amen.

12/11/2021

Don't give up

Impendulo ykho seyikufuph, uthixo uyayaz I intlizio yakho kwaye nemithandazo ykho Jehova uyivile.

Happy Friday ya'll n enjoy your weekend. Much love n God bless you.

Address

Kei Mouth

Telephone

+27736564599

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when New Kush Apostolic Church In Zion posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share