Ivangeli Lika Kristu.

Ivangeli Lika Kristu. Ukuqaleka kwayo ivangeli kaYesu Kristu, uNyana kaThixo. UMARKO 1:1

04/09/2026

Suyidlula Mntanenkosi sithandazisa abafuna iimisebenzi kule post AMEN.

31/08/2026

NgoKholo bonke abafuna iimisebenzi sebeyifumene lonto ndiyayithethela ndiyayimilisela ngegama leNKOSI yethu uYesu KRISTU kwenzekile.

28/08/2026

Nithandaze before nilale enye nenye izobonwa ngu Bawo.🙌🏽

01/08/2026

Yanga iNkosi yethu uYesu Kristu Inganisikelela ngako konke okuhle empilwini inithamsanqelise inifihle kude kube yilo mini ibuya ngayo AMEN.

12/07/2026

Yanga ilanga lakho lanamhlanje lingaba no thando uxolo oluvela ku Thixo uyise we Nkosi yethu uYesu Kristu Amen.

21/06/2026

uBawo uyasithanda.

31/05/2026

Kuyahletywa ukhona.
Kokhelwa abantu amayelekenqe emisebenzini ukhona.
Kuchithwa iimitshato ukhona.
Kuchithwa amabandla ukhona.
Zonke nje izinto ezingakhiyo wena ukhona kodwa uthi uyakholwa.

HAIBO Mzalwane!! 🤔

29/05/2026

Lanto ikwenza wonqene uthandaza kufuneka namhlanje uke uyiphikise uthandaze.

21/05/2026

CAMAGU!! Nkosi yam ,ndicela uxolo ngamatyala wam onke.

Address

Cape Town

Telephone

+27781340700

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ivangeli Lika Kristu. posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Place Of Worship

Send a message to Ivangeli Lika Kristu.:

Shortcuts

Share

Category