Umthandazo welungisa uyeyisa

Umthandazo welungisa uyeyisa Prayer, Counseling, Word of God

You are all invited.
24/10/2025

You are all invited.

‭‭AMAVA ENGQONDI 9:11 XHO96‬‬[11] Nantsi enye into endiyibonileyo apha phantsi kwelanga: ezona mbaleki zisenokungaphumel...
19/02/2024

‭‭AMAVA ENGQONDI 9:11 XHO96‬‬
[11] Nantsi enye into endiyibonileyo apha phantsi kwelanga: ezona mbaleki zisenokungaphumeleli elugqatsweni, futhi namagorha avunyiweyo asenokoyiswa edabini. Ewe, izilumko zisenako ukuswela ukutya, kanti ke neengqondi zisenokuphulukana nobutyebi, kwanjengokuba neengcaphephe zisenokuphosana nezikhundla eziphezulu. Kaloku wonke umntu uba namaxesha namathuba akhe.

Apha ebomini wonke umntu unexesha nethuba lakhe, ukuba alikafiki lilinde ngomonde liyeza 🙏🙏🙏

https://bible.com/bible/282/ecc.9.11.XHO96

When the Lord blesses you, those who knows your sufferings won't believe it when it's over.They will go around and ask h...
25/01/2024

When the Lord blesses you, those who knows your sufferings won't believe it when it's over.They will go around and ask how this has happened. kukwenza Kuka Thixo ke Oko kukwanqisa abantu

Xa uYesu ekuphilisa okanye ekusikelela, bonke ababantu bebekwazi ugula okanye bekwazi ngokusokola abazokholelwa ukuba inene nguwe lona uphilileyo okanye usikelelweyo nguYesu. Bazaba nemibizo abakubuza yona bebhidakele manyani. uzungathi nqa yimibuzo yabo bazukube bebhidakele nyani some will ask you ingabo abo bakubophileyo bebhidwe yinto yokuba izinto nje ebendizibophile zisenjeyana Kwenzeke njani ukuba ukhululeke. Balibale ukuba uYesu unamandla wokuphilisa unamandla wokukhulula ababotshiweyo.

Bayakubiza abantu abakwaziyo bebuzisabukuba uncedwe ngubani phi njani. uYesu akamlibali umntu nditsho usindisiwe ungasindisdwanga. The man was born blind yafika nakuye imini yokuvulwa kwamehlo ayo emveni kweminyaka emininzi yafika inceba kaThixo ingeyiyo imini ekufanele ukuba kuphiliswa ngayo. This day will definitely come to you too. As long as you are still alive uzakukhumbula nawe uYesu azokukhulula kuwo onke amagqina abotshiweyo ebomini bakho.

Sibulela uThixo esingenisile kulonyaka ka 2024. Enkosi Somandla🙏🙏🙏
05/01/2024

Sibulela uThixo esingenisile kulonyaka ka 2024. Enkosi Somandla🙏🙏🙏

You are all welcome to join us on Friday night
03/08/2023

You are all welcome to join us on Friday night

Uvamile uThixo ukuvumela uba ube yintlekisa ebantwini xa ezakuhlekisa...“For My thoughts are not your thoughts, Nor are ...
31/05/2023

Uvamile uThixo ukuvumela uba ube yintlekisa ebantwini xa ezakuhlekisa...
“For My thoughts are not your thoughts, Nor are your ways My ways,” declares the Lord.
Isaiah 55:8 AMP

“For My thoughts are not your thoughts, Nor are your ways My ways,” declares the LORD.

05/05/2023

I can imagine when Mary discovered she's expecting, yet she is someone's else fiance. Uzaqala ngaphi ukulicacisa elihlazo lingaka ku Joseph. Imibuzo inoba wayezibuza yona, yenzeke njani, nini, phi, xesha liphi? God's intentions was not to humiliate Mary and Joseph. He had plans of saving the entire world. Unfortunately in order for the world to be saved kwakukhona ekufuneka badlule ekuhlazekeni.

14/02/2023

You might be confused this morning remember He is not a God of confusion but of peace. 1CORINTHIANS 14v33

He is not confused he will never ever be confused. Yena akakuzisi ukudideka, isiphithiphithi ezinqondweni zethu usinikeza uxolo hayi ukudideka. Wena ufunda le post, you feel confused
Let the God who is not confused set you free from the spirit of confusion and gives you peace in the name of Jesus. Amandla kaMoya Oyingcwele makakukhulule inqondo yakho. Be sober minded 1 PETER 5v8

07/02/2023

He is the pillar that holds our lives . In him we live, we move and we have our being. Without him we are nothing.

If it wasn't for you my God i should be dead by now, I am still alive because of your love. Your love said no not my dearest daughter. Indeed you are a powerful God greater than any other gods

Umthandazo wam Tata wam ukuba uqhubeke usikhusela ntsuku zonke kude kubeyilo mini yokubuya konyana womntu ezomlanda umakoti wakhe 🙏🙏🙏

09/01/2023

This year identity in your circle abo uya nabo kude , nothi aba usuka nabo kude sometimes they really do not matter osuka nabo kude.

Ngaba uya nabo kude okufuneka focus.e kubo

Address

Cape Town

Telephone

0789788982

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Umthandazo welungisa uyeyisa posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Place Of Worship

Send a message to Umthandazo welungisa uyeyisa:

Share