St Timothy Apostolic Church

St Timothy Apostolic Church The Church was founded by Archbishop Bongani Kiyana in the province of the Western Cape.

Ma StTimothy ApostolicChurch ntsana zi ka arch bishop b.kiyana ba zukulwana ba ka tatu nkombi  baka tatu mpotywa ba ka t...
04/12/2019

Ma StTimothy ApostolicChurch ntsana zi ka arch bishop b.kiyana ba zukulwana ba ka tatu nkombi baka tatu mpotywa ba ka tatu mase ba ka mamu sthole mamjeyi bakhulu bazali be shumayela vangeli lo xolo thampeeeèeeeeeeloo

Kwi khaya endihlala kulo siphila ngamanzi ngesandla nomthandazo ka tatu mase nomama
30/07/2019

Kwi khaya endihlala kulo siphila ngamanzi ngesandla nomthandazo ka tatu mase nomama

05/06/2019

Egemeni le nkosiyam bo baba nani bo mama sekuze kwafika lesosikhathi sombongo kuyi mivuyo xa sithandazisana la bo banyulwe ngu thixo aba phe intliziyo amen

17/03/2018
13/11/2017

mayandeni bantwana bendlu e
mhlope apa ndazisa bonke abantwana be bandla le st Timothy kwabe kuyinkonzo yovalo nyaka ngomhla we2&3 cela wonke umntu abekhona sizo cela idlela from ACH bishop b.kiyana

Address

Ntlazane Road Nkanini Makhaza Khayelitsha
Cape Town

Telephone

+27782495369

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when St Timothy Apostolic Church posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share