God's Evangelism Mission Ministries International - GEMMI

God's Evangelism Mission Ministries International - GEMMI Acts 10: 11-15

Lo ngumbono inkosi eyawutyala k*m yathi hamba uyokundilndela abantu bam hay bonke abantu kodwa abo balahliweyo, abo bajongelwa phantsi nanga bangcwele ngenxa yezono zabo kwanezolo labo.

22/09/2022
It is now or never izulu lisemsebenzin, don't miss out you are also invited.From the 7nth till the 9nth October 20221 Iv...
22/09/2022

It is now or never izulu lisemsebenzin, don't miss out you are also invited.

From the 7nth till the 9nth October 2022

1 Ivam Arendse Street, Dal Josaphat, Paarl 7646

GOD'S EVANGELISM MISSION MINISTRIES INTERNATIONALSingulombono ukhankanywe Ngasentla siza kuni sizwe sakuthi hay ngemiba ...
14/02/2022

GOD'S EVANGELISM MISSION MINISTRIES INTERNATIONAL

Singulombono ukhankanywe Ngasentla siza kuni sizwe sakuthi hay ngemiba yezoshishino okanye ezezimali. Sizocela uthando lwenu, iintliziyo zenu, inceba yenu, inkathalo yenu. Siqale iphulo lokunikela kwiintsapho na kwabo badingayo ngokwezidingo zabo ngokwamandla ethu. Sicela ezizinto k*msamariya olungileyo inako ukunikela. Kodwa naye enikela ngokuqhutywa yintloziyo yakhe nje ngoko ilizwi le nkosi lisitsho. Sicela ezizinto zilandelayo ukuze sibe nabo ukuwuphumelelisa lombono wenu siwusungulileyo. Sikholwa kwinto ethi, nindive kakuhle andithi singabakholwayo sonke bek*mele ukuba Sikholwa kwinto ethi. Kodwa ndithi thina sikholelwa kwinto ethi ibandla is the center or the heart of the community. We are the people to moulf and build the community, we should build the trust with our communities.

Sicela umntu:

Onempahla yakhe encinci
Onempahla yomntwana wakhe
Sifuna nokupheka, whatever you can donate. Thina we can provide imbiza , gas and stoves. Nofuna ukunikela ngexesha lakhe ekwenzeni lomsebenzi wamkelekile.

Ndicela kwabo banomdla wokusincedisa bandibambe bucala on whatsapp 0734387698.

Yizani sakheπŸ™ŒπŸ½πŸ™πŸΎπŸ‘ŒπŸΎπŸ’ͺπŸ½πŸ‘πŸ½πŸ’―
07/02/2022

Yizani sakheπŸ™ŒπŸ½πŸ™πŸΎπŸ‘ŒπŸΎπŸ’ͺπŸ½πŸ‘πŸ½πŸ’―

Masambe jeHova, umkhuku wenaπŸŽͺπŸŽΆπŸŽΉπŸ“–πŸŽΉπŸ™πŸΎπŸ™ŒπŸ½πŸ’ͺ🏽πŸ”₯πŸ”₯πŸ”₯πŸ”₯πŸ”₯
14/10/2021

Masambe jeHova, umkhuku wenaπŸŽͺπŸŽΆπŸŽΉπŸ“–πŸŽΉπŸ™πŸΎπŸ™ŒπŸ½πŸ’ͺ🏽πŸ”₯πŸ”₯πŸ”₯πŸ”₯πŸ”₯

19/09/2021

Esimaziyo thina uThixo akanazilandu futhi akamkhethe wabala lamntu. UThixo ubathanda bonke abantu bakhe futhi uba funa bonke. Hay le sesiyishumayezwa ivangeli yokuba uThixo ukhetha anathile. Acts10:28

Lingahlulelana thina emhlabeni, singagxekana thina emhlabeni kodwa izulu lona asinaso isiqinisekiso sokuba lithetha lento siyithethayo ngabanye okanye libona oko sikubonayo kwabanye.

Isaiah 55:8-9

The unadulterated word of the almighty God

πŸ™ŒπŸ½πŸ™πŸΎπŸ“–πŸŽ€πŸŽΉπŸŽͺ

Here comes the Devine visitation of Heavens come and get your break through, come and have an encounter with God.
19/09/2021

Here comes the Devine visitation of Heavens come and get your break through, come and have an encounter with God.

Address

1 Ivan Arendse Street, Dal Josaphat
Cape Town
7646

Telephone

+27734387698

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when God's Evangelism Mission Ministries International - GEMMI posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Place Of Worship

Send a message to God's Evangelism Mission Ministries International - GEMMI:

Share