15/06/2022
Yohane 17:6
6.Ndilibonakalisile igama lakho kubo abantu obundinike bona, bephuma ehlabathini;benhabakho, wabanika mna, ilizwi lakho balibambile ke.
7.Ngoku baqondile, ukuba zonke izinto ondinike zona zivela kuwe.
8.Ngokuba amazwi ondinike wona, ndawanika bona ba wathabatha, baqonda ngokwenyaniso ukuba ukuba ndaphuma kuwe;bakholwa ukuba wena wandithuma